USakhekile uye kwiInterview nelinye inene afike liphaya,abizwe - TopicsExpress



          

USakhekile uye kwiInterview nelinye inene afike liphaya,abizwe lomfana angene,kuleOffice akuyo uSakhekile kukho ispeaker ekuvakala kuso lento ithethwa eBoardroom uSakhekile azixelele ukb uzakuyikhuphela lemibuzo:umbuzo ngubani umdlali abalaseleyo weSoccer? Answear :Athi lomfana yayinguMaradona yanguPele sithethanje nguMessi, umbuzo: iDemocracy yalapha eSA ifikenini? Answear: Imigudu siqale uyibona ngo1990 sizobona iziphumo ngo1994,Umbuzo:kutheni ucinga ukuba nguwe onokukikwa lomsebenzi? Answear: Ndnamava kwaye ndiyawithanda lomsebenzi ,Umbuzo:Kuthiwa amanzi amanintsi aphantsi komhlaba?Answear :Uphando oluqhutywayo lukhombisa njalo kodwa akukabikho mntu oseze nobungqina obuphathekayo,kuthwe ungakhululeka ubize loBhutti uphandle,ngeloxesha uSakhi uyibhaleyonke lamibuzo nempendulo. Angene uSakhi: Umbuzo: Ngubani igama likaTata kho? Sakhi:Answear yaqala inguPele yaze yangu Maradona ngk sithethanje nguMessi: Umbuzo:Abantwana unabo? Sakhi:Answear: imigudu saqala uyibona ngo1990 iziphumo sazibona ngo1994 emva koko yanguwayawaya :wakhuza omnye uSisi bangaphi kengk abantwana?Sakhi:Answear ndinamava kwayendiyawuthanda lomsebenzi:abuze omnye umfo unayo ingqondo? Sakhi:Answear uphando olusaqhutywayo lubonisanjalo kodwa akukabikho mntu ozenobungqina obuphathekayo
Posted on: Tue, 30 Dec 2014 07:51:54 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015