Undfihle plz ndnengxki noMazala akandfuni,uthanda umamontana womyni nm ke ndnomntana kumyni.Kandphi ne chnce yokba andzi ide yabnwa ngumyeni lonto.Wathi umyni simuve,samuva yaqalapho inkthazo.Emana eyosiyuca endlinethu.Wenza eyokgqibela waya nomamomntana Ndindedwa wazofuna imali 4 umntana inkani ndathi baze xa kukho umyni.Phofu itsalwa qho kwi payslip imali yesupport ndamchazela ke ubhuti.Hayi ubhabha naye ukuya pha kumamakhe enomsindo eyomgcwalisela.Andiyazi ndamenza ntn lo mama andifuni baxabane ndithin Akhonto angamenzeli yn umama u bhuti shame andyzi
Posted on: Sat, 06 Jul 2013 13:04:55 +0000