#WHERE THERE IS NOTHING THERE IS SOMETHING yazi kwakhe kwenzeka - TopicsExpress



          

#WHERE THERE IS NOTHING THERE IS SOMETHING yazi kwakhe kwenzeka kwa u Yehova e thume abakhonzibakhe uba bayogcoba u nyana Ka Yese bafika u bekhona onyana bonke ngaphandle koDAVIDE xa bebona babona amadoda anomzimba kwaye afanelekileyo kodwa kwala ukuba babagcobe bathumela ukuba kubizwe u davide ekwaluseni impahla emfutshane bamgcoba oyena udelelekileyo ongeyonto. U THIXO akaboni ngendla abantu ababonangayo .umntu ubona isidakwa kanti u Thixo ubona the preacher , maybe u are one of those people but let me tell u this . You are what u are by the grace of the lord.be blessed .
Posted on: Tue, 15 Jul 2014 19:48:46 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015