insert 30 kuyoyonke lonto caba kwathy gqi usiya kule rum bakuyo - TopicsExpress



          

insert 30 kuyoyonke lonto caba kwathy gqi usiya kule rum bakuyo wabona ukuba ikhona into efunny kule tsheri yakhe waqonda ukuba makathathe ifoun yakhe cz ihleli ecamkwalenkazana yakhe wayithatha wajonga ukuba kwenzekento ngok yena besaphumile kodwa wabona umna caba ndisandofounelwa yile chick yakhe ..ndabona nge call ka siya again ndaqonda anzoyiphendula cz umna andikhokrwada into zothukisa andiziqhelanga ndingumntana othanda icawa qha ndayiyeka lo call leyo gqiba wabhala message usiya ethibby wam,mama womntana wam cela uchole ifoun ikhona into endifuna uyi explain(a)kuwe plz tu waphinda wafouna ndayichola ndava intsholo ngapha kwe foun ukuba kuyaxatyanwa ngento yokuba lentombazana mayicele uxolo kum 4 lento indithukile ndandingcangcazela ndikhala mna kqala cz ndazazi ndizinyabele ndiqine isbindi kuba ndingapha kwefoun bt deep down entliziyweni yam ,intliziyo yam iligazi fine yayenza l0nto ke lo chick yagqitha imini ke akwabikhonto zahamba intsuku kwango April 26 .2010 ndava sumthng apha suswin sam andaz nolunywa ke mna bt ndaqonda ndizonyamezela wethu mhlambi yinto nje le yenzekayo apha kum suswin sam yaphela 5days koko ndisiva lento qha kengoku ingathy iyaqinisa this time aunt:hay kutheni umbi ebusweni nje? me:ey makaz andaz kwenzekanto apha kum sana qha ndinento apha snqeni enditsho iphinde iyeke aunt:jonga uzuchame ebhakethini ungachameli thobhini nd kengok xa ubona discharge yakho inegazi zuyazi ukuba isukile indaba nyan ndayenza lonto ndayibona lento ithethwa ngumakazi yhu andakhala zangathy zaqinisa ezi pains nd ndazivuma ukuba ndandomelele mna cz xandikhala ndandikhalela ngaphakathy umntu undiva ngofixiza ukuba ndakhala nd nalapha ndlin babengandiva bandakhala nd kulelwe kusemsuku kngk ndim ndedwa lo ugoqozayo apha endlini ndaqonda mandithathe umqamelo lo umkhulu ndiwubeke eback esinqeni sam ndabukela t.v ndimane ndiphakama ndaziminca apha front ndazikhalela waphakama ugogo ebhidwa yi light ye t.v ekusenapha wandibona ndixhentsa qha ndikhalela ngaphakathy hay hay uyalunywa ngok ayikho le waphakama wonke umntu wasendlin wabe ugogo endoyika yena kqala baqonda mabafounele amblance izondithatha hay shame ndayilinda zange afike caba ukuze ime i amblence kwakufuneke kuvulwe umnyango which is asiyazi thina lonto yaphinda yafounelwa ekuseni pha ngo 5 nd ke yayiyi 1st ka May 2010 yafika amblence ngo 7 kusasa sekuvulwe namacango ndaqonda yho ndiyofa apho ndiyakhona ndiyayoyika le into ezweni n zange ndakhwela kwi amblence nd zange ndagula ndide ndojika esbhedlele ndafakwa ke ezanto pha kwi amblence nd ke ndandingatyi tu ingathy nokutya kuyandiluma ..ndemka ke nalo amblence nd kngk iyajikeleza ke ndikxelele iyokhangela abanye abantu nd njeba sikhwele apha wonke umntu unesigaqa sakhe sana ..fine sahamba sade sofika eDora Ngindza Hospital nd njeba ndisiya pha ndinomthandazwana omncinanana endandiwenza ngaphakathy kum *prayer* ow bawo nantsi lemini bikade indilindele ndakucela ke nkosi yam khahambe nam ude undifikise uzusigcine siphilile ngelihle igama lika yesu krestu umsindisi wethu :( amen!.. yafika ke kthiwa iya ecaleni elitsha nd kwakubhalwe kwaZakhele ndiqala nje ungena ndigangwa yik0nto ixhonyiweyo emnyango ndangena ndiwabeke entloko amehlo ndaqonda kukhala amagxekwazi ibuhlungu lento ndiyizelapha m0s cz uthy ungena ugangwa sisikhalo sabantu bayangxola eyonanto yayindoyikisa ngamandla zizikhalo ezi nurse:yhu akusemcinci sana for ubalapha yho huh uzayivuna into buyilimile hambo khwela pha bhedini yhu bethuna ingaske ndijampe qha ibuhlungu nale ilapha kum ngok into kudala ndinyamezele nd bayandincoma ba andingxoli xa ndikhala kodwa ndimcinci kangaka bebelindele ukuba ndiz0tsho isijwili njengabamama balapha
Posted on: Wed, 03 Dec 2014 07:09:10 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015