inset 29 me :mhmmmm (ndisitsho Kakhulu ) yho bajika - TopicsExpress



          

inset 29 me :mhmmmm (ndisitsho Kakhulu ) yho bajika bandijonga. andiswa bavela waphuma ebaleka. me :bendizothatha phone sir him :nantsi (endinika ) yho it was so uncomfortable phaya and I felt uneasy. ndithathe phone yam ndaphuma kwaye andazama nokucinga ngendikubonile. but sir was a respected member of the community, enomfazi nabantwana abalingana nalo andiswa wakhona. lento ibifana nale ka tata no chi. yazi inene andiwathandi amadoda azibiza ngamadoda abe engcatsha abafazi ecaleni, le ibinyanyisa ngeyona ndlela. Ebengasakhawulezi u andiswa endleni caba ucinga uba ndizombangisa, uba ebesazi uba andinandaba naye mna. anyway ndikhawuleze ndaze ndafika ekhaya. u anathi ebehleli no Lerato bencokola. me :molweni anathi:kutheni ungandixelelanga uba ubuvalele u Peter. me :intoni lerato :akaxelelwanga ndim, ngu peter omxelele me :bendingacingi uba ibalulekile kwaye ubugula. tyhini caba u anathi umxelele u lerato kwaye kutheni lenja u Peter ixelela u anathi, ngathi ifuna ndiyibambe futhi. anathi :uphambene ne me :zange utsho kanti uba ufuna abhatale, wazondigulela ngoku anathi :uba ebetshile ke me :akatshanga ke hayi masiyeke lento man and I have taken care of it. anathi :ungaphindi wenze into enje. ndavela ndathatha phone yam ndayodlala games ngaphandle.yazi u nomzi ebengekho kwaye ebethe akayi emsebenzini, I wonder uphi. kwaye ndikhe ndacinga ngale phone call yakhe, yazi it was strange. yho iphone yam ibingena Niksi, no smses, calls or anything. ndivele ndaboreka ndahlamba kawusi ZAm bese ndazama kufunda I ns. Kuthe pha xa kurhatyela wabuya u nomzi. anathi :mama ubuphi nimzi:uyindoda yam undibuza lomhlola nje anathi :sorry mama ke nimzi :uphi umntwana nithe twexe apha nje yho lo mama une talent lokusa. anathi :zange ahambe nawe Kant nomzi :zidenge ndini anithathanga mntwanam e creche. ndibone u lerato e uncomfortable lerato :thats my cue to leave. wasibhabhayisa wahamba shem. anathi :jonga mama wenzeni ngoku, uzosihlazisa ngabantu kodwa. mandize ndiyothatha lomntwana. nomzi :hayi Pheka wena, lentsevulelana ingu love izoyothatha umntwanam. me :ok madam. yho ebese ebhokile ngoku sihlala kwakhe ungathi ungavela uvale lamlomo wakhe. ndihambe ndayothatha lamntwana, xa ndibuya ndidibane no andiswa sobbing alone. me :kunento engalunganga? (ndimbuza) her :ndicela uhlukane nam tuu andithandi yazi uku phoxwa ndivele ndamshiya apho kemnake . ndifike ekhaya utata sekafikile ,kwaye bekutyiwa i supper. utata ebethenge i KFC mfondini bengatyi abantu bemunca izandla kwaye ivumba ebelilapho. zange ndimoshe xesha ndingene estyeni ndatya nam. dad :ninjani na bantu. akakho mntu uye waphendula. dad :ndithe ninjani (enomsindo _) nomzi :ucingani wena? wahamba wayolala u nomzi . ndayokwendlala phantsi ke mna. Isimo endlini besiya sibheda ngasuku ngasuku. ... ndivuswe ngu anathi ekuseni her :vuka u late sendiyakushiya mna yho ndijonge ixesha ,ibingu quater past seven kwaye iskolo singena ngo quater to eight. yho ndakhawulezisa ndaze ndagqiba. u nimzi ebesekhona. her :kunje ukuloya, ububhizi usiloya obubusuku Jonga ngoku u late. mxm nxa bendingena energy ka lo yazi. . ndaphuma ndubaleka endleleni ndidibane no boitumelo lo uthanda indaba sabaleka kunye. yho ebengazithethi indaba ezibandela umkhenkce apha endleleni wasuka wadika. ... sifike e gate(in) and besi late. u sir wethu ebeme phaya esipha abantu i sweet. kuthe xa indim wavela wathi ndingene. boity :kutheni yena engabethwa sir :wenza u grade 8 .kutheni uzimenta naye. yho ndavela ndahamba nyani u boity angazimenta ne grade 8. ndifike e classin ndaya ko sakhe no memeza. tyhini bebehleli kunye behleka caba sebeyavana ngoku. ndaya kubo. sakhe :nguwe othola i sweet namhlanje mfana me :andibethwanga mna them :uyaxoka man we talked and laughed about general stuff. until first period. ibiyi ns wafika u sir. uye wasinika amaphepha Ethu. ndithe xa ndijonga iphepha ndithuka. ............kungakholwa. BENDIFUMENE 95% MNTAKABAWO. ANDISWA ETHOLE TOTAL NEMEZA 79% YHU konje zange ndishiye phepha lam blank. ...... YAZI ANDIYIKHOLWA KE LE. ........................ GUYS KWENZAKALANI APHA?
Posted on: Tue, 23 Sep 2014 15:59:00 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015