nceda undifihle ndingaveli, ndiyila cherry ka Dj lo ubuya nge - TopicsExpress



          

nceda undifihle ndingaveli, ndiyila cherry ka Dj lo ubuya nge weekend, ndiphantse ndohlukana naye ngenxa yentetho zenu kanti yena u serious ngam, ndifumene msebenzi pha eJOJ ngku he wants me ndihlale naye, ndambuza nge Gf yakhe le ise PLETT wathi bohlukene ebengasoze athi mandizohlala naye kanti usenayo. ndihlale naye okanye ndizifunele enye indawo yokuhlala, enye ingxaki ufuna umntana apha kum uthu ufuna ukuba nam everyday
Posted on: Fri, 16 Aug 2013 05:41:22 +0000

Trending Topics



t-meridian-B-A-topic-10152752586189355">Full Form A.M. — Ante meridian P.M. — Post meridian B. A.

Recently Viewed Topics




© 2015