ndinegxaki nditshatile umyen wam uye wathandana nomnye u cc naye - TopicsExpress



          

ndinegxaki nditshatile umyen wam uye wathandana nomnye u cc naye utshatile ngk into eyenzekayo u cc lo umana afaka i msg eth umyen wakhe akamonelisi ufuna lo wam so umyen wam uth wamxelela unomfaz wakhe ,uth makaze amphe nje ,so ngenye imin umyen ath uya e twn e lady frere andishiye kdwa nam ndiyakhona ,xa ndifika nantsi imoto ime gasegarage lo cc uhleli kuyo zange ndithethe ngalo min bt ngk into ayenzayo ufakela umyen wam i msg eth yena akalahlwa andiyaz noba ndimyele pha egarage apho aphangela khona or ndimyele kwakhe nah
Posted on: Sat, 14 Sep 2013 05:32:18 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015