Uhamba kubona Posts - TopicsExpress



          

Posts by Uhamba kubona



Insert 27 I prayed ndamcela uThixo uba andkhusele ngoba
Insert 27 I prayed ndamcela uThixo uba andkhusele ngoba bendingenalo elinye ithemba and izinto xazenzeka kanje ngok zofela emanyaleni mowc. UKhaya w...
Insert 25 Heee kwaludushe nje e dinning room. Me:Mama makhe
Insert 25 Heee kwaludushe nje e dinning room. Me:Mama makhe siye kwelacala siyojonga uba yintoni le yenzekayo Mama:Hayi Zandi oo bhuti bazosibiza ub...
Insert 12 Yahamba ke i taxi jho yayingathi iyabhabha ubaleka
Insert 12 Yahamba ke i taxi jho yayingathi iyabhabha ubaleka oku ndakhawleza ndayofika emntla. Ndohlika ke ndaongena ekhaya ndikhawlelwe ngu Nomzamo...
Insert 13 Ndagoduka uyalazi ke ilanga lika January nyabe
Insert 13 Ndagoduka uyalazi ke ilanga lika January nyabe ndimnyama aphe nusweni ndigqitha ihlathi ndiwele imilambo emibini emikhulu. Ndafika ekhaya ...
Insert7 Haike wa start imoto saya ekhaya no maka Tobeka ekhona
Insert7 Haike wa start imoto saya ekhaya no maka Tobeka ekhona sazama ke ukhwelisa umakhulu in the car. Yaduma imoto haike umakhulu waphelela endlel...

Trending Topics




© 2015