uZuma uzincokolela nomhloba wakhe omkhulu uMugabe, baziselela - TopicsExpress



          

uZuma uzincokolela nomhloba wakhe omkhulu uMugabe, baziselela umqombothi, phantsi komthi. Zuma: yhee Gabsie, yhazi Indlela omnyama ngayo xa uphethe umntwana uyalala kuba ecinga into yokuba kusebusuku. Mugabe: thyini JZ, ndisandokuqhaphe ngoku ukuba Intloko yakho inkulu, that its measured in killometres. Yiyo nalento singakwaziyo ukukhwela inqwelo moya kufuneka sihambe ngebhasi. Zuma: Gabsie, yhazi wena uyandichaza kanjani, ngoba ndlela ombi ngayo, ungade ucinge into yokuba umama wakho wayekuncancisa ikhala. Mugabe: JZ yhazi abafazi bakho baninzi xa ufuna umdavazo nidlala uspin the bottle. Zuma: yhazi qho xa ndikubona wena Gabsie, ndincuma ndodwa, bcoz You are so stubborn ngathi ngumshini wam ebusuku xa ndiphambi ko-Makhumalo. Mugabe: heyi wena, yhazi ndlela omfutshane ngayo ngathi yi constitution yase Zimbabwe. Zuma: ehee, wena ke, Imfene zase Nkandla ziba excited xa kuzotyelela wena apha emzantsi kuba kaloku igazi liyajiya kunamanzi. Mugabe: mxxm! Utsho ngentshebe emhlophe ngathi zinwele zika Helen Zille. No wonder uthanda ukuyicheba nje Zuma: oho, ucinga ukuba uthethile ke ngoku, Utsho nge suit engena-value ngathi yiZim dollar apha. Mugabe: lol JZ, kwaaa, ndihleka wena, Utsho ngentloko etyebileyo ngathi zizidlele zika Morgan Tsangarai. Zuma: hahahaha! Undifanisa no-brother wakho, le nto itsho ngamehlo abomvu ngath yiberet ye Eff. Mugabe: hahaha! Uyandixoza yazi wena Gabsie, Utsho ngomlomo onukayo ngathi utye iikawusi zika Julius. Zuma: Masiyeke ngoku tseeeeeek.....*pushing his glasses backwards with his middle finger*
Posted on: Thu, 25 Dec 2014 12:12:55 +0000

Trending Topics



="margin-left:0px; min-height:30px;"> Here is the latest Weather Bulletin Map. Coastal Flood Advisories

Recently Viewed Topics




© 2015