umxholo kuZukile : Inwele : ngunba onzima lona, kambe ne mpokotho - TopicsExpress



          

umxholo kuZukile : Inwele : ngunba onzima lona, kambe ne mpokotho uyayivuthulula, amadoda ayaphela kukukhupha imali kuba kaloku afuna amaqabane abukeke emahle lonke ixesha. yazi yingxaki ngenene, uhlanga olumnyama aluyamkeli eyoba inwele alunazo indalo, bayazifakela kuya le, de nabafazi aba vazimisele, phofu namadoda ngokunjalo mna lo ndingomnye wamadodabayihambe kakhulu isalon. endulo kwakuphilwa ngenwele zendalo, wafika umlungu ne pem lotion, yeza i sheen care relaxer, ne sheen straight. kuziphem zimomoza. kwakunzima kakhulu. ngok sonke sigxalathelana.kule mizi yenza inwele nabafazi bethu. bambi benza izinto ezingabafuniyo, fike zikhuthukile ezi nwele. umbuzo : ingaba bubuhle bodwa lento kubenje? kutheni abelungu bona bengazenzi zonke ezi zinto sizenzayo? kangangoba namhlanje sinengcali ephume izandla kwicala lenwele nelungumsebenzi osegazini kuye baphila ngawo u Nopritsitsi, Zico MbombeMfene Honono, ndifuna sigxeke sincome, sakhane sicebisana, simbuze kangangoko.,ngowethu lonxholo, simamele silikhaba le Breakfast Kumhlobo, UKholo Nengqiqo KuMhlobo Sundays, Tozama Ngcongolo Mafa Bavuma, Xolisile Sizani Saba Zawu Zawu Mbixane, Mbulelo Dlamini Maqhubu, Vuyo Mvoko, Nomathamsanqa Rweqana,
Posted on: Mon, 17 Nov 2014 05:30:35 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015