AndGezelwa Ngomnye Umntana Nha Izolo, Kodwa Ndam Shwabulela - TopicsExpress



          

AndGezelwa Ngomnye Umntana Nha Izolo, Kodwa Ndam Shwabulela Wophukelwa Sii Stilleto : Nxaarh Yaz Ndimenzela ii Favour Apha, Amajita Wam Aqwetha oChomie Bakhe Aba Ngathy Ba Purekile Ebusweni, Ashiyeke Yedwa Ezi Chofisa ii Foune, Ebembi Shame,ii Hips Zazingaygcwelanga Nalo High Waist, Engafaneleki Tuu, tltltltl, Ndiyavakala Ba Ndiyakreba Nhe?? :v Hayi Shame Ebemhle Yena U Sisiza, Ndam Strip(er) Ngamehlo, Ndacingela Ba Noba Une Nantsika Eyenziwe Nge Brazilian Style(Andithethi Nga Weave) :p Yiva Ke U Tee : Hello Sisiza, Utsho Ngobuhle :) Nontombi : Haybo Kutheni Nga Qwethwa Ngama Rhabaxa Ngoku, Utsho Nge Bunzi Ngathy Lidolo Lika Mark Fish, Khawuyo Vasa Bhuti, Yhooo Ndaqondba Yabo kengku Lomntana, u Plz Caller Impama Kengku :/ Me : Yho Uhm Eh(Wandi Qhawula Phakathi) Nontombi : Hayi Kalok Wena Andinotsho Noba Awuyo Type Yam Wena, U dont Deserve Kwale Yoba Ndithi Awuyo Type Yam Waqhubeleka Ke Lomntana, Bhuti Ungandiva Kakubi Maan, But Awucaceleki Tuu, Phinde Unxibe Iskipa Sakwa Jabaroo, Unangaphi Mr.Ackermans?? Nako Ndiybhuda Hayi Ndinaso Iskipa Sakwa Foschini, Nontombi : Foschini? :/ Me : Legit Maan Yho Wawa Yintsini Lomntana :v Ndaqala Ushwabula, Qha Ke Andinokwazi Uybhala Le Ntshwabulo Wathi EsaHamba Yathi Qhush Lanto Yesthende Se Stilleto, Ndathi Yha (y) :v Enough Ngo Moya Bam, Mholweni :)
Posted on: Sat, 23 Aug 2014 05:48:19 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015