Chapter 33 Ndehlika ke ndabulela kuMawethu,wehla ezondiphathisa - TopicsExpress



          

Chapter 33 Ndehlika ke ndabulela kuMawethu,wehla ezondiphathisa but bendingaphathanga kwabag enkulu ndimxelele but he insisted to help anyway uye wavula igate ndangena wajika,besekulate ke ndiye ndema emnyango ndanocker kwathuleleka baphi na abantu aphekhaya ndlela le bekuthuleke ngayo bekubonakala ngathi akukho mntu ndiye ndakokota again lwavuleka ucango ibingu Lwando tshini molo xhego baphi abantu ngathi uwedwa nje? Him:ewe umama usemgidini eblue gums uLumkile ubalekele izolo yhooo lomntana kodwa wenzani ngoku emncinci kangakaLwando nyan?bendingakholwa ewe utata ulandwe last nite then umama wahaba ekuseni inoba basendleleni ebuyayo ngoku ndithe ndisame ingqondo uba sothatha ntoni sidibanise nantoni kaloku utata ngulo kuthwe uyasela and umam Matee soze alunge uye wangena umama dumela ausi ukaeandizokwiriza ke mna tundiphilile mama unjan wenawayibuyisa impilo sangena kule kaLumkile indaba uye wabala ke izinto ezifunekayo nezizawufuneka ndasala ndikhamisile,kodwa ndazxelela umntaka mamam ngeke asale esqongeni ndikhona,siye sayolala wethu andaz noba bekutyiwani na kakade,ndngene ekamereni ndathandaza uba angabethwa hle uLumkile kaloku kwakukho aba bafana bathembisa ukumlungisa entabeni,i prayed for protection ndalala zange behle ubuthongo,kweyam ibank acc i had +- 900 qha but ke usisNqabs ebezafaka i R500 kuveki ezayo xa kuphela inyanga,still ibincinci lemali,bendibuze umam Matee ngotata wathi akanayo necent, ndiye ndalala ndisabala into engacaci kwasa ekuseni sajongana no Tise singazi sithini but i told her how much i got wathi yena una R700 wathi kungcono izawubhatala wabe ezibala niyazazi mos izinto etibhatalwayo amagqirha namakhankasi zonke ezonto,ndibe nengqondo ethi ndifowunele uMlu ndicele ibalance,i called him zange andigezele so ndaze ndazisola but he promised ukundinika monthend which is next week mfm i didnt trust him and andiqondi bendisayifuna after ndimfowunele as if ndiyayiboleka lamali...kodwa icebo lavela kuba yena unguyise weenkedama.
Posted on: Wed, 01 Oct 2014 18:52:24 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015