Chapter 60 We wrote the last paper. And we went wild ke sibhala - TopicsExpress



          

Chapter 60 We wrote the last paper. And we went wild ke sibhala shirt zethu. Abanye beplan pens down parties or uyokhupha iphepha, and all that. Kodwa belipitsa elaphepha sigqibo libhala. Bendizicingela ke ndingonwabanga ncam. Iwesi sibhale kakhle saske sapitswa lelokugqibela iwesi geometry hayi bhabha ngo HG akudlalwa. I felt like if bendingakwazi upaper 2 wemaths ndimbhale uSG yena. And upaper 1wephysics naye ibengu SG. Into noko bendiyichana kwa physical science yichemistry pha kupaper 2. I went home. Ndafika ndazijula phezu kwebed ndalala ngazo impahla zesikolo. Ndothuka late umama seqalile upheka isupper. Ndazwabuluka... Yhoo ndlela bendidinwe ngayo ndavela ndakhulula ndanxiba ipjs ndavula ingubo ndalala futhi. Mama: Nhosi ngoku buvuka uphelele phi? Izo ndibalisela belinjani iphepha? Yhuu I didnt have the energy ndazongquma mba. Ndaphinda ndalala. Ndothuke ebusuku xa ndijonga ixesha. Bizipast 2ekseni. Ndaphakama ndochama. Ndabuyela ebedini. Akwavela kwanto ekuthwa bubuthongo futhi. Ndaphakama and went to the kitchen ndalayta isibane ndathatha ukutya kwam ndatya, yhoo bendilambe, oko bendigqibele ngezolo b4 ndiyobhala last exam paper. Ugqiba kwam ndabuyela ebedin. Ndahlala ndadlala igames e4wnini. Heee bendimane ndicinga ngoThando. Hayi undim uthathekile. Kodwa heee m setting myself for another heartache. I thought to myself. Akho lonto apha, he says hes different from other man. Mxm utsho nje lo. All men are the same. Lol Lelo would say: sewusithi All men are the same nje bucelwe ngubani ba hambe uwava onke. Oh hayi friend yam inempoxo. Just by observing I can see that bayafana nje. They are all heart breakers. Ndake ndahlala ndiyeke nalo game bendiyidlala ndizama ukucinga kanene ngeyiphi indoda eright. From my friends, family, nase tvin. Mxm according to my statistics 95% of men are heart breakers. So can Thando be on the 5% of those that are not heart breakers. Ndavuka the following day. Oh oko bendingalelanga from 2am. The weekend passed. Monday uThando wayenza sms ethi: oko ndikucinga weekend yonke, I know uthe akundifuni. Bt akuphumi cc engqondweni yam. Mxm ndayijonga nje. Besendibuyele engqondweni ethi andimfuni futhi. Ndabalisela uBongiwe ngaye. Wathi yena: nhosi usemncinci for ba uthi u gave up on Thando. I mean on love. Lol. Ndaske ndayihleka. Bendiyithanda ke le part yothi Thando when you actually mean Love. Hayi ke unless ke ufuna uba yi nun, utsho tshomi. We laughed. Mxm akabhadlanga uBongiwe. U Anita naye eze ekhaya wandicenga ndimvume ke, just 4the sake naye enoMonde. Yayazi into yovuma I friend yebf yefriend yakho? Tuesday kwaku afternoon it was 14November. Mama andimazi wayephi, I was home alone. Ndavela ndamcinga uThando heee I couldnt shake ukucinga ngaye. Tshini I tell you zange ndivase, ndasula! Ngabandayo amanzi, ukulayta iprima ndimise amanzi kwakuzotya ixesha lam. Yayingathi ndinguzincinci uphaphatheka ukuya kowabo. Luckily ndafika ekhona egqiba kuvasa. Enuka kamandi. Wathi ndihlale phantsi, nam I did. Naye wahlala ecam kwam sasihleli ebedin. Me: bendisuka kwaspar ndaqonda ndidlule apha, ndizothi hi Him: ubuyothenga ntoni kwaspar? Lol andiphethanga nto kanene. Me: nope bendiye epost office pha, ndofaka ileta kamama Him: ok. He just came closer wandiphuza. Just like that. Zandithi hayi. Nam I went on. Mmmmh uphuza kamandi lomfana. We kissed. Wabe utatakhe emkwaza. Waphakama wayosabela. Oh that was gr8. Wabuya esithi uthunywa eshoping centre. Ucela ndimkhaphe. Me: aa ndingxamile andizokwazi. Him: ok, ndakuthanda Nosiphiwe. Me: aa suzihlupha coz ayina meaning kum lento uyithethayo. Him: kum ke it means a lot, and ndizokuxelela, futhi I know uthandwa ndim ndodwa. Sheee ndithandwa nguwe wedwa, uyithatha phi lonto. I thought to myself. Dayss went by and sivana nje noThando kungekho nto. I developed strong feelings for him. Oh other time ndiye kuye saphuzana engaba tywangwa umntana bantu kunzima nothetha. We didnt do it coz nam shame bendibatyiwe ndagqibela nini aloku. Qha I was on periods. I introduced uThando to Bongiwe (my friend), and Lelethu (my cousin). Bengawuvali umlomo shame besithi unice and akambanga as ndiyibaxa mna. Hayi Lelethu ke yila type inendidi zo red. Ured kum ngured andina red umhle kunomnye wethu. Oh sade saphana ke nomtsu wam ayinkulu into yakhe ngathi yeyama tshangane (zandiyibone ke eyamatshangane). Oh bekumandi wethu ndade ndareach climax hahahaha. I was excited after that akuna idea. Wooo Luvuyo I wonder bejika phi yena nje bekunzima uba ndide ndichame. UThando s so damn romantic I tell you. Bendibambisa lento yakhe wafuna ndiyifake ngokwam icondom. Traumatic experience. Lol. 28th december zaphuma results. I passed matric with exemption oh it was a happy day. Ndathengelwa icake ngumaka Lelethu wandipha R50, umama wandipha R100 to spoil myself no TaSiya at church wandipha R100. Ndazithi greenacres @clear outs. Ndabuya ndixhakazela mos zi rejected clothes zakwa mr price. Ndazithi Steers, oh I dont mind ushopisha ndodwa gqibe ndizihlalele nditye alone. Ndabuya. Oh my week couldnt be better, I got an sms frm NMMU saying that I got NSFAS, yangena enye isithi ndithathwe for Biomedical Technology. Woow yepi. Asanda wathi ndakutshintsha xa ndisenza second year, I shouldnt worry about my first choice. What? I am not worried at all. Happy. Happy.... Because I am happpy Singing.
Posted on: Thu, 10 Jul 2014 13:13:38 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015