Fihla admin ndingucc ona26 osebenza kwaSocial development - TopicsExpress



          

Fihla admin ndingucc ona26 osebenza kwaSocial development ndathandana nalomfana ndisesehigh school wayeka kwagrade 11 ngenxa yentlupheko abazali bakhe bengasebenzi wahamba wayosebenzela abantwana bakowabo abancinci kuye.Ebendibiza kwiholidayz endithengela neempahla.Mna ndendaqhubeka ngeskolo ndade ndagqiba.iproblm ngk im pregnant umntana wakhe so ufuna undilobola ekhaya bayala bath abanawba nomkhwenyana ongafundanga ndihlazisa ifani yasekhaya isister zam zithi mandithi ndimithiswe yenye icoligue yam ebendike ndathandana nayo 2 mnths ndifostelwa kwangabo phf besithi yona iright 4 mna.Ekhaya bathi abafun kwantlawulo yalomfana ndithini bethuna ngoyena mntu ndimthandayo ndiyonwaba xa ndinaye *Lucs*
Posted on: Thu, 26 Sep 2013 22:41:55 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015