Hi Admin...pls ufihle Im a 20 year old female doing my final - TopicsExpress



          

Hi Admin...pls ufihle Im a 20 year old female doing my final year @Forte, I arrived here ngo 2012 ekhaya ke I grew up ndingaseli,ndigadyoli my dad is a pastor so ndifike apha being a virgin. Time went by when last year I met this guy from Durban here on campus who declared uthando lwakhe for mna..wacenga ke since April or May eventuay ngo November ndaphela ndimvuma ndalahla indlela endikhuliswe ngayo ndaqala udyola. Siqhube kakhle ke endithanda kakhulu ke ngo March kulo nyaka I broke my vriginty,izinto zibe right ke up until ngo August izinto zaqala ukuba kubi. Waqala ukundi phata kakubi athi ndibhityile and that iexs zakhe bezine hips ne cleavages, hay ayabi namsebenzi he even started threatning me ukuba ozondibetha, evertime ndi yolala eroomin yakhe bendibuya ndihurt sometimes bevela athule ubusuku bonke. Same month I had a miscarriage not knowing I was pregnant wathi nalomtana bingasongo wakhe ngowe chomy zam ezidlala irugby here on campus.. Indlela endimthandayo ngayo letting go kunzima nyan! He was my first love,,anyways one weekend ndandigodukile ndava ngechomy yam ukuba he is cheating on me nentombi endala esebenza apha eskolweni..wayiphika ke yonke lento leyo up until ngenye imin efuna ubethwa yi chomy yam nge empty le botile kuba wavela wandishiya wayoma nenye intombozana. Oko sathandanayo ke azange wandikhupha lomntu or make me feel special nangeyphi indlela. At times he wouls even swear @ me if ndimcapkisile, still nalapho ndivele ndiqonde fault yam naleyo,ndiyamthanda kakhulu lomntu I cant see ifuture yam without him,my sisters know him naye his siblings know me. Ngenye imin waye wandicapukisa after endishiye iweekend yonke wayonxila with friends ndathi its over kuba I thought uzokothuka ayeke ukundi phatha kakubi wavele wavuma..after a. Week I realised asoze ndikwaz uphila ngaphandle kwakhe ndaqala umcenga noba into engange 2weeks ndicela noxolo ngoba I cant leave without him,wabe esithi akasandi funi izinto azinobe ziberyt phakathi kwethu! Itshom zam kudala zithi mandimyeke even nezakhe zithi mandimyeke and move on, he would not even allow me to touch his phone abuze ukuba ndizoythin, still I havent given up yet ngoba ndisenethemba ukuba he will come around. I cant picture my life without him,I told myself ukuba andifum uhambe nditshintshe amadoda,he was my first and I thought sokohlulwa kukufa njengba naye wayesitsho esithi he will marry me, and that ekhaya we would pretend as if Im still a virgin..ngok ndiyava ukuba uhamba namanye amacherry ahlale nawo pha eroomin yakhe..oko ndimcenga ndicela nechomy zkahe zimcenge ndicela kuye okwe chance ey1.. Ndicela uncedo bantu, ndithin should I move on okanye ndimnike space maybe hell come to his senses sibuyelane ngoba I love him kakhulu and andifun uhamba ndityhutyha..eveyday for the past two weeks ndilale ngenyembezi...please help! ...Undikrwece xa uyifakile plz....
Posted on: Mon, 29 Sep 2014 05:23:46 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015