INSERT 53 ithini na lento,Umntu ubonwa njani na efile, if - TopicsExpress



          

INSERT 53 ithini na lento,Umntu ubonwa njani na efile, if nguthemba nyani ke kutheni engazi apha ekhaya bendizibuza yonke lemibuzo maan! I even went as far as thinking maybe themba escaped from prison, kodwa ngezile ekhaya anyway it cant be ngoba kaloku xa kuzogcwatywa umntu niye nina bayi family yakhe nivulelwe i bokisi yakhe then nimbone, and i was very sure that, lamntwi wayekula casket it was themba because i saw him with my own two eyes i decided to keep quiet and not go any further ngalento ndiyivileyo, its just madness wethu, ok so bendihleli no zolile ecaleni kothango sizincokolela nje me: im sorry about yesterday mfethu, i dont know what came over me zolile: dont stress boy i understand me: kukho into endiyivileyo apha izolo bra zolile: and that is? Me: ndiva abanye abafana bezincokolela apha, bathi uthemba uboniwe izolo eleqa abantu, ingenzeka na lonto? Zolile: kudala kwatshiwo wethu kuthiwe nabo abantu abafileyo bebonwa kodwa ayide icace uba ngubani lo umbonileyo, so if you ask me, ill tell you its jus rumours siye sahla soncokola about stuff untill it was time for him to leave, bendisamkhapha njalo when i received a call from the same number uphila ebendi phonela ngayo izolo, ndaqonda this time im not answering it, he called several times ndingayibambi tu, ebede emana eyitshintsha ayenze i private number, thinking im stupid ndizoyibamba ndeveske ndadikwa andi switched it off, beseku late kengoku kufanele ndijike, we said our goodbyes ndabuyela endlini, ndifika utata esosula imoto i was going to leave the following day it was monday me: malume awuzuhamba nam? Dad: ha.a nyana ndizoza ngolwesithathu mna me: then ndizokulinda ke dad: no what about school? Uyahamba ngomso so i just gave up knowing into yoba akuncedi ungena kwi debate with my dad coz he always win, ndiye ndahamba ndaya kwindlu endilala kuyo ibingezantsi ingu ronta ndafika ndalungisa impahla zam, ndacinga kanene bendiyicimile i phone yam, i switched it on again inoba kugqithe nje umzuzu omnye kwabe sekungena i massage it was from the number that phila called me with a part of me thought, mandivele ndiyi delete ndingayifundanga, but curiousity got the better of me ndayifunda it reads MFOWETHU IM SORRY ABOUT EVERYTHING, I HOPE ONE DAY YOULL FORGIVE ME, NDIFIKILE KOKWENU NDAFIKA KUNGEKHOMNTU, PLEASE CALL ME WHEN YOURE READY TO TALK Ndaqonda, hell no i wont answer to this massage, for all i know ingabalelinye iqhinga eli ndiye ndagqegqa maan, ndizicingela nje o zero bam, inoba ndiye ndabiwa bubuthongo ngoba ndiye ndeva nge knock emnyango qha ndiyivela ebuthongweni, ndaqonduba andizuvuka tuu, iye yathula le knock after a short while, ndaphinda ndalala i think, ndithe xa ndisothuka ndijonga i xesha ngu 8pm, ndakhumbula kanene andikatyi, i turned and looked on my left, xandijonga Damn, kukho lomntu ume phezukwa madoda
Posted on: Wed, 23 Jul 2014 14:08:38 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015