Insert 46 Sakhwela yaba yi long night but ekugqibeleni - TopicsExpress



          

Insert 46 Sakhwela yaba yi long night but ekugqibeleni safika.bekusemini bekuvuliwe endlini sa knocker mom:ngenani We walked in,hand to hand no maki.when m0m saw me her mood changed makaz:molweni kulomzi mama:dadwethu tju ukungandixeleli oku uyeza yimalini,ngendilungisile makaz:bendifuna ukothusa nje wethu sisi they huged bahlala phantsi oko kemna ndime ngenyawu ndibajongile makaz:hayi wama wena ungahlali phantsi ucinga ulindwendwe apha.kukokwe-... Mama waphazamisa makazi engekagqibi uthetha mama:hayi ngakhe ulinge uthi kukokwabo apha.yindlu yam le kwaye akayonto tu yena apha makaz: oh yini dadwethu.ngumntanakho lona mama:andinamntana mna onje ngaye,wakubalisela phofu wandiyuca njani nguno nqevu lo thanda zenza msulwa gqithi kodwa ngu sathanekazi zaqala zehla kengoku inyembezi.ndayoguqa phambi komama me:mama ndicela uxolo,ndayazi ndonile kakhulu kwaye ndikuvisa ubuhlungu wajonga pha ecaleni.wangathi uphole aphe ntloko Makaz:khaxole kaloku dadwethu yini mangqo her:nge voice yomntu ofuna ukhalaawuyazi intlungu lomntana andivisa yona,umntana endamkhulisa nzima kakhulu ndisiwa ndivuka naye,wandisokolisa ndisamthwele intlungu endandikuzo thulz.nawe uyayazi lontostarted cryingndilale esibhedlele inyanga ezinentsuku,ndilunwa sisi kodwa ndade ndamzala nzima phofu kungekho nemali lena for impahla yakhe izinto zakhe kodwa ndazixelela ndizomkhulisa ade akwazi ukuzimela,yindlela andibulela ngayo lena?,zikhona yindlela ondibulela ngayo lena.yini thixo ndenzani ukuze undivise ubuhlungu obungaka ngalomntana yini somandlaekhalela phezulu ngokuAah yoO yini niyabazi ke omama bakhala njani.umakazi wamncedisa nawe bakhala kunye mama wakhala wade wanesingqala,zayibuhlungu intliziyo yam ukubona umama wam ekhala ngala hlobo.i tried to talk to her again but umakazi wathi mandimyeke ahlise umoya makaz:ambo kwenza manzi eswekile zikhona abandayo me: ok makaz ndatsho ndiphakama ndisiya e kitchen.ndenza ndagqiba ndayomnika wasela ndambona noko uhlile ngoku makaz:ndikuvile sisi,kwaye bendikhona kaloku ngoku busokola ibuhlungu gqithi intliziyo wam after ndive lamazwi akho ahlabayo,kwaye ndiyazisola nam why ndimxolele lula kodwa ke dadwethu ngumntanakho lona kwaye nawe ungumzali wakhe akhonto izotshintsha apho noba angakumosha kangakanani mama:if bengekho asemahle no tatawakhe kunye nawe mhlambi ngekudala ndaphumla,sendihleliswe nje nini makaz: xola kaloku mntasekhaya Mom kept quite and looked at me i was very guilty i couldnt face her.i looked down M0m finally forgave me but she said she wont forget every single thing ive done to her.i was dissappointed but i undestand why she said that i truely hurted her.her eyes were super red ecaca ugqibo khala.makaz said must put bags in the r0oM i did that on my way back to the front,dad walked him and beno mfutho uthe wandibona wakhawuleza ekhefuzela esiza ngakum wafika wandibamba ngesixhanti wayifaka impama iphelele ndakhala omakazi baxhuma banditsala ngakuye makaz:hewethu bhuti uphambene uthi wenza ntoni kumntana him:lento ngumntana rha.a watsho ebhekelisa omakazi.wanditsala wandiwisa phantsi wandixusha endikhaba utata omakazi bezama ukunqanda but zabehlulakala.makazi andazi wenza ntoni wavela wathi u tata:aAh etsho ewaphantsi.Cwaka!!
Posted on: Wed, 04 Jun 2014 17:11:18 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015