Insert #56 - TopicsExpress



          

Insert #56 Me: thetha I said while I folded my arms. Ndazisonga iingalo as a sign to her ba angazami nozama ukusondela xa ethetha Thantaswa: andizoba mde, ndizongena emxholweni ndihambe I opened my eyes a bit wider and nodded at the same time Thantaswa: ndiyayazi ukuba ude wohlukana noAnele, and I thank u for that. Ingxaki yam inye ngoku, ngu Anele... I had a confused look on my face Me: u-Anele utheni?bendidideke mpela ke ngoku Thantaswa: undilahlile dear. Uthe ufuna ukuzama ukulungisa izinto nawe ndothukele ngaphakathi Me: ngoku mna ndingena phi apho? Thantaswa: njani ba ungena phi? Uyangena ngoba ingqondo yakhe isekuwe. Ndifuna umxelele ukuba awusamfuni sisi. Mxelele that u have moved on with ur life. I think ba unokuva uthetha lo mazwi anganokwazi uqhubekeka nam nomntwana Me: I dont have time for this!u-Anele akakathethi nam. Ukuba ude wathetha, I will tell him lento ndifuna umxelela yona. Andizova ngawe. Noba unozama undenza into ke nono ungaqhubeka uyenze...akhonto izondenza yona ndatsho ndiguquka ndibhekisa emnyango Thantaswa: yheyiiiii...andika- ndamqhawla engekagqibi uthetha Me: goduka sisi! Sumosha ixesha lakho kum ndatshonela ukungena endlini, ndimshiya esame pha. Ingaba u-Anele ebefuna ukundibona ngenxa yokufuna undicenga na? Bendingakhathali ke noba ebefuna undicenga coz I had decided that I wanted to move on without him. When I got in I found my uncle and Litha in the lounge watching tv. My aunt was fixing something quick for all of us to eat. I headed straight to the bedroom and found Zonke on our bed. She told me she was avoiding our aunt nje wayezivalele eroomini. I didnt say anything about that coz ebengazazi ukuba uyaphi naye. Ngewaveske wayofunda eMonti qha. She told me that she had recieved an sms 5mins prior to me walking in the room. It was from Dumisani....telling us that Luyanda had been discharged from hospital and that he was fine. We were both happy about that and we continued with our conversation. After a while sithetha eroomini we were called to go get supper. I went to take both our plates since Zonke was still very uncomfortable around Nosapho. I returned to the bedroom satya akwabikho nto. Besilindele bahambe bayolala sibenokwazi ukuyobukele itv. Besizohlala le mpilo na ngoku? I kept asking myself. Bendingxamele nevarsity ide ivule ngoku ndizokwazi ukuyishiya yonke la situation. They didnt stay that long in the lounge after eating coz nabo bebengekathethi ncam ngalento yenzekayo, so it was still tense nakubo. They all went to sleep, sahamba noZonke to do the dishes and we went to watch tv. I got a call from Anele ndingekahlali nohlala phantsi for ixesha elide... Me: hello Anele: bendithe uzundixelele xa ubuyile. Kutheni ungayenzanga lonto? Me: uyazelaphi ba sendibuyile? Uyathakatha nawe ngoku? Ndazive senditshilo Anele: ndive ngoThantaswa. Jonga Vuyo, ndiyathemba awuyimamelanga into ethethwa yila ntombazana Me: Anele ngok ubuphakamisa ifone undifounela, ubufounela ntoni? Anele: ndifuna siphinde sizame Vuyo. Ndiyithetha from intliziyo yam lento, and ndimxelele noThantaswa ukuba andi- Me: ndicela ungabi sagqibezela bhuti. I thought I made myself clear the first time. Ndigqibile ngawe...and ndicela ungaphindi undifounelele lonto mna Anele: Vuyo siyathandana njena...ufuna sigungxule lonke oluthando ethobhini? Me: buyela kuThantaswa Anele, nikhulise umntana wenu ndiyakucela Anele: andimthandi Vuyo Me: funda umthanda bhuti, for the sake of the baby. Good night I dropped the fone. I might have been a bit harsh, but it was time for him to wake up and smell the roses. It was never going to be the same again...he was going to be a father and I didnt picture myself in that kind of life. Ndibuyele kwincoko yam noZonke and she started a conversation I was avoiding... Zonke: heeee Vuyo mntase... ndimve ngala heee that ibiyiyo Me: mhmm? Zonke: umama wethu naye wayesenza ezaway zooZoleka... I shrugged my shoulders. I really didnt want to get into it...yayindenza umsindo kancinci lanto, especially the thought of her getting us ngentakatho. Ukuba zange wamfumana ngeza ndlela zakhe utata, ngesingekho nathi kaloku. Yayindicaphukisa yonke lonto andifuni noxoka. Me: ubumvile mos umama uthe she will talk to us when they get back? Zonke: heeee...utheni na wena? Me: indenza umsindo le topic Zonke. Please drop it! Zonke: dropped! She sounded and looked irritated Me: I thank u ndatsho ndibuyela efounin, ndayicofa kwanobom. After a long time sithule singathethi, she eventually uttered the first word...saphinda saqalisa ukuthetha. We went to bed xa sithe sadikwa yitv and fell asleep within an hour. The next morning we woke up to my uncles music...it was jazz. There was no sign of my aunt and Litha. My uncle said they were in town. I just carried on with the house chores, made them something to eat and went to bath. My plans for that day were to stay indoors, clean and be in bed all day. I rememebered that when I went to bed the previous night my phones battery was very low. I went straight to it, which was next to our bed and found it dead...ndayi-charge-a eroomini. Zonke bathed naye wayongena ezingubeni. After a few minutes of it charging, I switched it on and found 15 missed calls from my dad, 9 missed calls from my mom, 3 missed calls from Siphokazi, 7 from Dumisani, 11 missed calls from Zandile, 4 from a number I didnt know and a couple of other missed calls from my friends in East London. A message came in from Siphokazi saying I must switch on my phone. I wondered what was going on because I didnt usually get so many missed calls in one night. Has someone died? Ndatsho ndizicingela, coz that only happens when something bad has happened. Ibingubani na? Was it a friend from high school or umntu nje wase Monti? My thoughts were disturbed by my dads phone call, ndaziva ndinovalo before picking up his call. I didnt know if I was going to be able to handle bad news. I eventually picked it up... Me: tata... ndatsho ngelizwi elisezantsi Tata: yintoni waphendula ifone ngathi ubhujelwe mntanam? Kanye ngale mini fanba ucelebrate-a ngayo udakumbile it wasnt my birthday njena, so wat was there to celebrate? The negative thoughts I had before his call went away ngoba kwakucacile ukuba it was not something bad. Me: ta? I was confused Tata: ntombam yintoni ingxaki? Me: ayikho tata qha undibhidile...andiyazi uthetha ngantoni Tata: tyhini MaRhadebe mntanam...kuphume imatric results kalok namhlanje yho ndaxhuma ebhedini ndama ngenyawu, wandijonga uZonke othukile naye, wahlala ngempundu Me: iyho tata that totally slipped my mind...ulithengile iphepha? Zonke immediately knew what I was talking about and she had a huge smile on her face while she also stood up Tata: ulibala njani kodwa wenze kakuhle kangaka mntanam I started jumping up and down coz that was a confimation that I had made it Me: lithini iphepha ke tata? I put my phone on loudspeaker for Zonke to hear as well coz I could see she was dying to listen Tata: Clarendon High School...Dinge Zovuyo...D I screamed my lungs out, went out of the room with my cell in my left hand, ndaya kumalume elounge ndingxola I PASSED WITH A DISTINCTION MALUME...I PASSED WITH A DISTINCTION!!! Malume turned down his music encumile... Malume: uthini na apha kum mntanam?!!! UZonke undilandele to the lounge...I could see the excitement she had on her face Me: hello tata...usekhona? Tata: ndisekhona mntanam. Usebenzile MaRhadebe, ndizobuya nepresent yakho xa ndisiza uyeva? Me: ewe tata... ndandiveze nelokugqibela izinyo Tata: nanku umamakho...he handed the phone over to her Me: mama... Mama: I didnt expect anything less from u my angel...u never disappoint I had tears in my eyes ngoku ndisancumile...those were definitely tears of joy. The sleepless nights and the extra effort I put in my school work had finally payed off Me: enkosi mama Mama: sizophinda sikufounele late ke va. Ndikufakele imali kwi account yakho...khawukhe uyozivisa kamnandi Me: I love u mama and thank u Mama: siyakuthanda nathi MaRhadebe, kakhulu. Khawuhambe ke ngoku watsho ehleka Me: okay okay...bye I hung up I got the biggest hug my uncle has ever given me. I could feel he was happy for me. Malume: I am proud of u Vuyo...ndiyayazi bekungelulanga kodwa uyifumene into obuyifuna. Wenjenje nase University ke mntanam. The sky is the limit from here he still had a smile Me: thank u malume ndatsho while giving him another hug Zonke: MY ROLE MODEL... watsho engxola...she had tears in her eyes bendiyazi mna mntase...zange wathini kalok wena she said while opening her arms to give me a hug Me: enkosi mntasekhaya sayeka ugonana sajongana Zonke: masiyonxiba kalok sihamba...sendivile ukuba ufakelwe imali watsho ehleka Me: bendithe ndifuna uhamba nawe? I said giggling Zonke: what better way to celebrate ur day, other than with me Me: yathanda ukuziringela kanene...masonxiba wethu she was right. She was the perfect person to celebrate it with. We have both been through so much Malume: nonwabe Vuyo...ipresent yakho iyeza ke mntanam watsho encumile. I nodded with a smile Zonke and I made our way to the bedroom to change. I received tons of smses and calls from relatives and friends, telling me how proud they are of me. I even took long to get dressed because of the calls. Dumisani also called evuyela iziphumo zam ezihle. The last call I recieved before getting out of the house was from a number that also called when my phone was dead...bendingayazi ukuba ngubani...I picked up... Me: hello Caller: hi...is this Vuyo? It was a male voice and lomntu ebenelizwi elimnandi Me: ewe nguye...whos this? Caller: well done cupcake...I saw the paper I could feel the person smiling from the other end Me: thank u. Ndithetha nabani? Caller: its Luyanda hun. I got ur digits from ur cousin yho ndazibona ndincumile, uDumisani khange abesatsho ukuba he gave Luyanda my number Me: oh ey! U good? How u feeling now? I was smiling nangoku Luyanda: Im feeling great hun...ndiright ngoku Me: thats great to hear...Zonke and I were worried sick Luyanda: no need to be anymore... Im back to my old self Me: hay ndiyakuva nam ba ugrand ngoku ndatsho ndinendawu ezihlekayo Luyanda: is it cool with u if I save ur number? Heeee... Me: ewe akhongxaki Luyanda: can I call u xa ndikucingile? Me: heeee... ndahleka, andiyazi bendihleka ntoni ...ewe u can Luyanda: ungadikwa zi-calls zam ke coz uve been on my mind since the day yall left my crib...and Im not kidding Me: oh? I didnt know what to say Luyanda: yep! Ure cool man, and Id really love to get to know u better I didnt answer and we both kept quiet for a second or two and he said something ...Friends? Me: Friends! Ndatsho ndicumile. We said our goodbyes and I hung up. My stomach was doing funny things, I was smiling from ear to ear and my heart was jumping up and down... Mhmmm...Luyanda? Not bad, not bad at all!
Posted on: Wed, 09 Jul 2014 08:44:57 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015