Isibane esiqaqambileyo; ikamva eliqaqambileyo. Anglican Youth - TopicsExpress



          

Isibane esiqaqambileyo; ikamva eliqaqambileyo. Anglican Youth Fellowship in the Diocese of Cape Town ithabatha elithuba isenza amazwi ombulelo kulowo wasifela wabuya wasivukela emnqamlwezeni uYesu Krestu ngokwenzi imini yanamhlanje ibeyimpumelelo. Siphinde sithabathe elithuba ngokwenza ongazensiyo umbulelo kubefundisi bonke abasixhasileyo sithi enkosi kodwa owona mbulelo mkhulu usemazulwini. Sibulele inxaso kwiDiocese of False Bay nakwiDiocese of Saldanha Bay bazalwane nisogqume umhlana, nangamso bazalwane ukwanda kwaliwa ngumthakathi. Sibulele nakumalungu eDiocese of Cape Town sithi bazalwane ufikile umsebenzi kufuneka amaqhawe. Sibulela naye wonke umntu othabathe inxaxheba ngomthandazo nangesiqu, sithi mazenetholo mzomnyama. Sail on never despair.
Posted on: Sat, 15 Mar 2014 21:01:09 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015