Ndincokola nomnye umzalwane apha ngoku selefuna uku preacher kodwa - TopicsExpress



          

Ndincokola nomnye umzalwane apha ngoku selefuna uku preacher kodwa akakho ready. Why? everyone want to preach to be Pastors bade abanye bayeke ezinkonzweni zabo bcz umfundisi akamniki a preacheunika abanye kodwa yena kudala elapha athi uthi uThixo mandi preacher bayovula Izamazama Mavukengceni Ministry bcz besazi i verse bayeke nokuphangela oku .ufike beqhatha abantu bekoleka nezishumi neminikelo kaNkulunkulu ezindlini?why dont u ask God to b His embarssador to preach the Salvation apho uphangela khona or kwezindawo uhamba kuzo.lets b patient I believe when God wants you to preach He will also talk to your Pastor if your Pastor respect God.(Matthew 6:33) My Jesus Christ of Nazareth I rebuke every demonic Spirit of Jezabel sokungxama that is tryn to operate ebandleni lakho esikhupha abantwana bakho ebandleni I pray Amen.
Posted on: Tue, 27 Aug 2013 07:58:09 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015