S2 chapter 7 Me:uncuma nabani Zuko:nawe thyini Me:undibona - TopicsExpress



          

S2 chapter 7 Me:uncuma nabani Zuko:nawe thyini Me:undibona ndincumile nawena Zuko:andikukhatha lelanga noba awuncumi nam qha mna ndincuma nawe Me:mxm..ndatsali ngubo..wamani endithyila akandidike bethuna Zuko:bhabha ndisayokwenza ukutya Me:hamba nyani..wahamba ndakhalisu mculo efowunini yam..wabuya Zuko ephethe i treyi Zuko:makutyiwe..wandiniki treyi Me:enkosi..bendizinyanzela nangoku kutya..ndithe sendizagqiba ndava ukutya kunyuka..ndaxhuma ndabeka treyi phezu ko Zuko andabaleka ukuya e toilet ndazitixela pha nda vomita gqiba ndaxukuxa u Zuko oko ekhwaza aphe mnyango..ndade ndaphuma Zuko:masiye kwa gqirha ntombazana Me:ndi right Zuko:awu right(anga) and ifani into ye ntombazana ophalazayo kwaphandle ukhulelwe Me:nditya i pilisi njena Zuko:ugqibele nini uzitya ke sisi Me:mxm khandiyeke Zuko.. Zuko:ohk ke masambe ambonxiba Me:kodwa Zuko Zuko:ha.ah andikuceli ambonxiba..akandidike nje ndaye kamereni ndiyonxiba..washiyeka efowunela u gqirha keyena..ndanxiba ilokhwe ne jacket ne slippers..wangena u Zuko Zuko:masambe lolo..sahamba..engesa balekisi ngathi ndiyafa unezinto kanene..safika kwa gqirha sabesesi ngeniswa Doctor:long time no see Mguqi..uzifihlephi Zuko:ndikhona doc qha bubu busy Doctor:oh ndibulisile nakuwe sisi wam Me:eweke..bendinge dikwe.. Zuko:Zuzu yi friend yam yakudala le u Mbulelo..ngu mfazi wam kelo Mbu Doctor:ndiyavuya ukwazi sisi..wandibambi sandla..ndazincumisa..wachaza u Zuko basizothini..wenza i test u gqirha..salinda wabuya engedi qinise isandla u Zuko Doctor:ihlelo libuye lisi positive ithi lonto ukhulelwe 1 months 3 weeks pregnant..akavuya u Zuko..hee yenzeka njani lento Doctor:uright sisi..ndaqhwanyaza ndiginya into engapheliyo Me:uhm ewe ndi right wethu qha ndothukile Doctor:i understand Me:singa hamba ke ngoku Doctor:ewe uzophinda ubuye ngale date ibhalwe apha for checkup..yhoo andadikwa kengoku Zuko:sizobuya enkosi kakhulu Mbu..sahamba saye motweni..ndingesena stress..bendijonge ngapha kwe festile bendilila Zuko:dnt stress bhabha yonkinto iza ba right iwill support you kwinto yonke Me:yenzeka njani lento Zuko:kaloku bhabha eza pilisi funeka uzitye oko wena uzigqibelenini Me:khange ndizitye wonke Novembar..bendizilibala since bendihamba kusasa ukuya esikolweni..khange ndiphinde ndizitye Zuko:suzikhathaza mani bhabha ndiyakucela Me:ndingazi khathazi isikolo sona..nawe bungandikhumbuzi nge pilisi..ndiyamkhupha lomntana mna im not ready Zuko:ndiyakucela bhabha ungayenzi lonto ngumntanam wokuqala lona ndiyakucela khayicinge lento Me:khandiyeke Zuko ndifunu goduka ndizayicinga Zuko:ok ke awufuni nto emall Me:hayi Zuko:noba yi ice Me:ndithi hayi kangaphi kuze uve nawena..wandijonga ebencumile engendidike..sahamba..waye kwa k.f.c wathengi wings wabuyela emotweni Zuko:masitye mfazi wam..ndase ndamjonga andaphendula Zuko:Zusiphe ulambisa umntanam thyini Me:mxm..bendikhala ingathi ndingu mntana eva.. Zuko:utheni ngoku bhabha..ebendisula inyembesi Me:uyandigezela kaloku wena Zuko:uxolo ke..xolo va..ndanqwala Zuko:masitye ke..ndatya ebemani endijonga sagqiba Me:ndiceli ice..wandijonga Zuko:ok..wehla..ndashiyeka ndicingi nto zam..wabuya ephethe i ice..wangena Me:enkosi Zuko:ok..gqiba wandijonga Me:yintoni kengoku Zuko:ilove you bhabha..ndikuthanda nyani Me:love you too..wabamba isisu sam..ndamjonga ebenenyembezi..ndane wari shem..ngumntana khe wokuqala nyani lona mandingazi cingeli ndedwa apha Me:ohk ke Zuko ndiyamgcina umntanam..into eyenzekileyo yenzekile ayizojika..akandihaga..gqiba wabamba isisu sam nam ndasibamba Zuko:uzofekethiswa ngutatakhe keyena..ambethe xa engamameli intombi ka tata Me:hayi hayi akhomntu uzobetha lomntana apha..and uzabayi kwekwe ke sana Zuko:yintombi ke sana..ikwekwe iza emva kwe ntombi..akawathandi amantombi u Zuko oko encumile endleleni.. Ndizoba ngu mama ke mna nje
Posted on: Sat, 04 Oct 2014 09:41:08 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015