Sthembele Thomase wrote: Babuyile kwakho aba bantu ba robber - TopicsExpress



          

Sthembele Thomase wrote: Babuyile kwakho aba bantu ba robber abantu babathembise nge Tender ye transport ne catering. Bamgqumzile uBra Willa ezitaxin no Nosbusiso imali engaka. Ihamba oluhlobo:BAKHUPHE IADVERT EPHEPHENI LOKUHLA APHO BATHI BAFUNA UMNTU ONE CATERING COMPANY ABENZELE UKUTYA FOR I VIPS.THEN U NOSIBUSISO WA APPLY WAFUMANA ICALL ETHI MAKAFAKA I QUOTATION YAKHE NALAPHA ABIZE I R40 000 THEN BATHI BAZAKUMNIKA IR60 000 NGOBA MNINZI LO MSEBENZI THEN BA DEPOSITA IR80 000 YANGENA KWI ACCOUNT KA NOSIBUSISO WAYIBONA ZE BAMFOWNELA BATHI BENZE IMPAZAMO MAKABUYISE IR20 000 KULO R80 000 INGENE NGEMPAZAMO.LONTO BAYIFUNA NGOKUKHAWLEZA.WAFIKA U NOSIBUSISO INGEKA CLEAR ISH IMALI SO WAYOBOLEKA IR20 000 WAYOBAFAKELA THEN EMVEN KOKUBA EBAFAKELE WAFIKA LE R80 000 IPHINDE YA REVERSWA..SO UMKELWE YI R20 000. LUMKANI BETHUNANA PLZ.
Posted on: Tue, 16 Dec 2014 04:20:04 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015