hayin ppl jalus down kodwa! Nikhe nibabone aba bofota ii-carvela - TopicsExpress



          

hayin ppl jalus down kodwa! Nikhe nibabone aba bofota ii-carvela zabo ba kunjan kwamakwabo???? uzofika: -umntu eyibambe ngesandla, background iyiCarpet edlakadlaka asoyiyo ne-tile. Fike omnye beke carvela ne cudboard phezkwe bhedi, ibhedi igcwele ziz spot zobumdaka. -omnye uyinxibile xa jonga background indlu yakokwabo akho furniture, aku plastarwanga tu! -abanye bayifote ezinyawen i-floor inqongo. -omnye khowshene nomntu bazimisele phof, xa ujonga background yendlu lena yakokwabo la R1595 ngeyenze into enkulu kokwabo. uzofika kwamakwabo akukho: -fridge, stove, tv, an all those electronic appliances isemgangathwen.. -komnye umntana akukho festile kufakwe threepline emdaka ke phof... -omnye uzofika umamakhe ezula-zula kwezizindlu exela imali ezalayo, ebalisa ngomntana wakhe ba umthengele into yamalin, kodwa ushiye ipheyle eligcwele umchamo ngasemva. -abanye oo-mama babalisa kwezizindlu bengena grocery for utyisa abantwana. -abanye bane carvela kodwa baboleka impahla zonxiba esqwin... .....NOTICE..... -khawuqale ujonge khaya lakho b4 uphaphe. -ujonge wena b4 uphaphe. -ujonge abazali bakho b4 uphaphe. -ujonge future yakho b4 ungxamele izinto eziphalaza ubombakho. .....influence is all around us people.... #team_vee (y) sho saaRn
Posted on: Sun, 04 Jan 2015 04:59:44 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015