- Yho! Kunzima ukuba yitsheri ndicela ukuhlala ndiyindoda - TopicsExpress



          

- Yho! Kunzima ukuba yitsheri ndicela ukuhlala ndiyindoda nangemini yovuko. I respect women cause bendingasoze mna ndikwazi ukubhijela isisu sam imini yonke ukuze kungacaci intoba ndinentseshe ye-savanna, sogqiba ndinxibe u-tight ukuze iinyama zam zingaphasalaki xa ndinxibe ilokhwe epholileyo, PLUS kufuneka ndiminxe amabele am kwi-bra encinci enocingo or elastic kuba ndifuna ukuveza i-cleavage and i must still walk around in stilletos imini yonke. Ladies! I respect you. And, i mean this :)
Posted on: Mon, 28 Jul 2014 16:54:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015