Chapter 99 Uzombona utata vha nana?... Naye uyakukhumbula Una: - TopicsExpress



          

Chapter 99 Uzombona utata vha nana?... Naye uyakukhumbula Una: Ha.na mama funa tatam mna Me: iza kumama nana... Wakhala u Unako and ke akangomntu ohluphayo notefayo ebendothusa ngoku xa endenza lento... Ndavuka ndamfunqula hayi yajubalaza intombi ingafuni nokuva... Yhuu ndakhupha iphone mtakabawo ndayivula ndaphonela u Zolie, wayibamba isaqala ukuringa. Zoli: babywam Me: u Una ufuna uthetha nawe... Ndafaka iphone ku loud speaker Ndabeka ku Una endlebeni Me: thetha nana notata ephonin. Zoli: molo ntombi katata Una: funa tata mna funa tata Me: thetha kaloku nanku utata Una: ha.ana phone le funa tata mna... Ndaske ndaxakeka kengoku Zoli: mandizonibona ngomso kuba u Ozayo akafuni nothetha ephonin ukhumbula utatakhe... Bendimva ba uyavuya apha kwi tone... Me: okey ke xelela u Una ba uzoza ekseni Zoli: thula sthandwasam utata uzozokubona ngomso va? Una: mh.mh ... Waqutha umlomo... Ndabeka iphone ndagona usanalwam salala... Bendiyazi ba ngomso uzofika ndingekho ndisemsebenzini... Following day ndavuka ndahlamba u Una bendicinga ulibele kanti ndiyaphazama kuba uye watsho ba utatam uzozomthatha... Ndaxelela ke umama ba uZolisa uzozobona u Una but kemna zobe selendihambile coz andifuni kudibana naye nomama akabona ngxaki ke apho kuba uUna zange agxothwe yena ndim umntu owanikwa I break emendweni... Ndamtyisa ndamnika u Sisi wakhe lo amgcinayo, nam. Ndahlamba ndanxiba I skirt eside esi red ne polo neck eblack nesihlangu esi black esine heel encincanyana ne jacket endanyana e brownish ndathwala u oneway ored... Ndayovalelisa endlini, umama ebesele ehambile ke yena... Xa ndivula I gate ndizophuma nanku Zolisa ibingu 8 ngqo ixesha and bendibaleka yena ngoku ndihamba kwakusasa kuba bendizoqala ukuphangela ngengomso... Bendingazi noba ndiwajongise phi amehlo ndaske ndabamba igate ixesha elide ndingade ndiyivule tu ndijongise amehlo am ezantsi... Ndeva ucango lwemoto luvaleka kucaba uye wehla qha ndazixelela ba andiwaphakamisi tu amehlo... Zoli: yima ndikuncede Tolokazi... Ndayeka ke nam, wayivula I chain ye gate wabe sele evula ne gate. Zoli: uyaphila kodwa NcumolwamaZizi... Yhuu bendingonqini ukumjonga man... Me: ndiyaphila unjani? Zoli: ndiyaphila nam... Kwathuleka... Awusemhle Sthandwasam Me: ufike ndisendleleni Zoli: uyaphi kanti? Ushiyeke nabani u Ozayo? Me: ukhona umntu ahlala naye mna ndiya emsebenzini... Ndambona eqhala amehlo bekubonakala ba wothukile Zoli: kutheni ungamsi kumama ude ufune umntu? Uqale nini ukuphangela? Uphangela phi? Me: kxolo kufuneka ndihambile... Ndamdlula ndahamba, bendingafuni nokumjonga ndibone ba wenzani... Zoli: Ncumo! Ncumo, can we talk plz? Me: xa ufuna ukuthetha yiza nabazali bakho... Ndatsho ndihamba... Bendiziqinisile kodwa wona amadola nentliziyo bezifuna ukundiyekelela, ebemhle u Zoli and clean, very clean enxibe kakuhle enuka nakamnandi... Yhuu ndahamba ndamshiya umntu wam ngasemva... Ndakhwela ndayofika etown, ndangqala endlini ndafika u sisi egqibe noku cleaner ndabulisa nje ndaya e roomin yam, ndakhwela ebedin ndazama ukulala... Bebungezi tu intliziyo ibisemva ekhaya kulandoda ndiyishiye phana. Ndithe ndixacinga kwakhala iphone yam. Ibingumama... Me: hello mama Mama: kwaZizi baphonele utatakho bathi bacela badibane namhlanje bazoza nayo inkomo bazoxolisa baboleka nomfazi wabo Me: ndiyaqala mna emsebenzi ngomso andizokwazi Mama: kuzofuneka ucele noba zintsuku zimbini uye emzini uzophinda ubuyele emsebenzini sisi Me: mabalinde I weekend kaloku Mama: angeke bakwazi kuthiwa ungxame kakhulu umyeni wakho Me: ndizobona ke mama Hee uZoli uthi gqi sele engxamile ngoku ebekade ehleleleni kanti, andizoyeka umsebenzi ke kodwa kuyo yonke lonto... Ngomso ndavuka ndaya emsebenzini ndayibeka ke ingxaki yam ndabe ndicela I 2days... Kwavunywa ke kodwa kwathiwa ndizohamba Thursday kuba akukhomntu onongena endaweni yam namhlanje... Ndaphone ke nam ndaxela ekhaya ba understand ke nabo... Nyhani ke Thursday ndavuka ndaya ekhaya ndafika ndilindiwe, ndatshintsha ke ndanxiba impahla zobufazi ndafaka ne scarf... Bebefike ngephezolo abantu bakulo Zoli baxoxa ke bavana so mna bekufuneka ndiphinde emzini wam... As much as bendimkhumbula uZoli kodwa besele ndisonqina ngoku ukuphinda ndiyoba nguKoti, not that bendidikwe kukwenda qha yabona lanto xa ubukhe wangabikho kuske kube awkward_nyana xa uphinda ubuya... Bendisonqina lonto ke... Wandikhapha ke utata wandingenisa kodwa akahlala yena wahamba, ndayobeka ke impahla yam endlini ndabuyela endlini ndafika ndaqalisa imbiza ngoko nangoko, ndenza zonke... U Una ebencokola noMakhulu wakhe engasa teketiswa mtakabawo kungemnandi kuye hee umntwana kodwa. Ndapheka ke ndagqiba ndaphaka satya ndavasa izitya... Besincokola ke nje kodwa ikhona landawo yoba kukhona into eyenzekileyo... UZoli ebekhona ke kowabo umama wathi uZolala no Una ndiyabona ebefuna usinika ichance yo catch -up Besele kulate ndaya endlini ndiyolala ndafika ndakhulula, wangena ke uZoli ndisakhulula bendishiyeke nge bra yhuu waske wandiqwalasela... Zoli: mhhh I missed seeing you unjena... Im very sorry Tolokazi ngendlela endiye ndenza ngayo, I promise you asoze iphinde yenzeke... Wandibamba esinqeni wandisondeza kuye and we started kissing... Khange ndibenayo ne chance yokuqhosha bendimfuna mna kqala kaloku... Wandiphakamisa umntwana womnye umama wandibeka ebedini wandikhulula I bra kuba besele kushiyeke yona, naye ndamkhulula ngku sincamisanayo, besifunana sobabini shem indlela le besiphefumlela ngayo phezulu kwa I romance iye yabancinci sangena kundoqo... Ohh ebesayenza ke bethuna into yakhe, ndalala ezingalweni zomntuwam emva kwexesha elide :)
Posted on: Mon, 21 Jul 2014 18:46:02 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015