Fihla admin! Yebakhay bam, make sibe honest bo cc ngaba - TopicsExpress



          

Fihla admin! Yebakhay bam, make sibe honest bo cc ngaba niyaythanda na lento yenziwa ngaba bhuti badlala umtshato ngani, umntu xa efunu prectizu mtshato uza kuwe nawe uvumele lonto yo jola naye awgqina akushiye kabhlungu, xa efunutshata uya kwaba ngcono kunawe, kuwe ebesaprectizu kuthi kulalwa njani ne ntombi kuze angasokoli xa setshatile! Niyaythanda nalento yobalwa espanini sabafana ngemizimba yenu, xa befunda bafunda kuni! Mangaphi amadoda osewhlangene nawo kusukela wa breaker ubu verginity bakho? Ingaba bakutshata ke! Kubantu enijola nabo ngu 10% wabantu abatshatwayo bengakhange bafunyanwa ngamanyamadoda! Bobhuti y nisenzo cc babantu into zofundela nawgqiba nibashiye nithethizinto ezilumezayo ngabo! Ngk ubusiya kuye yodlalumtshato ibiyintoni njongo yakho! Aniyqondi ukuba yonke lemiphefumlu bulele nayo naxa sewutshata iyakulandela yilonto utha xa uhlangana nomntu okhe wathandana naye uve ingathi ungalala naye futhi kuba uke wayi part yakhe, kumane kuthwa amadoda awoneli, soze onele kuba analamiphefumlo ibalandela sebesemtshatweni! Nimvisa kabhllungu Thixo ngezizinto nizenzayo, abaninzi benu apha ngabafundisi bakusasa kodwa badlala ngexesha labo! Uyebuyu Yesu! Khanizenzeli favour! Abaninzi bazawthukisa ndyabazi bacinge bathukamna kanti bathuka lowo ohlele ntliziywen yam ngalomzuzu ndibhalayo! Abanye bazawthi ndifunani esjolweni ndingayi kubazalwane abazi y ndizobhala pha! Awenzeli mna I favour wenzela isiqu sakho! Phumani emdlalweni nizikhethelu Yesu! Ixesha liphelile wayetsho njalo no Nowa kwade kwafikixesha bathi besothuka kwabe ku late! UThixo wasidu kuthi sikhonze yena! Imizimba yethu yi tempile ka Moyoyi ngcwele nt wodlalu mjolo! Abo bathi ndidikwe ngumjolo bangaphazami kuba andikaqali futhi ngeke ndiqale ndizongena ngomtshato so I mean lento endiyithethayo! Makenzincebu Thixo! Awavulamehlo enu
Posted on: Tue, 13 Aug 2013 05:08:44 +0000

Trending Topics




© 2015