Girlz I guy ingaku disrespect(a) in pubLic jus knw lowo - TopicsExpress



          

Girlz I guy ingaku disrespect(a) in pubLic jus knw lowo akalunanga. Umntu ahambE ethetha abou ur issues in pubLic,ngento ebeninoythetha ilunge nobay2*lol hE thNks hEs publiclY hurtin me* neva run afta any1 coz lonto ihlisa isidima sakho n iyakupholisa.sesihamba sisenzwa izibhanxa ko fb kokukuleqeka. Umntu ahambE emisangawe ucimba ungbn yena aphe bantwini. Lento zangikhothwe ngaphambiLi, uyaykhotha yajik yaknyela,rhAa ndakhE ndanywelwa mna ngaphambiLi. Lembhekwana yam iyakwaz uphuncuka nayo. Ndidikiwe ngumntu ozenza umntu ngam. Father in heaven sowi abou wat Ive jus said koda yandinya le thyagi moer...nonsense.
Posted on: Tue, 25 Mar 2014 21:55:52 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015