INSERT 27 kuthe ndisahleli apho, ndicinga nje into - TopicsExpress



          

INSERT 27 kuthe ndisahleli apho, ndicinga nje into ezingabhadlala i recieved a call, i didnt check the number i just answered me: hello caller: eita sipho u grand? And the voice was philas me: ndi grand bra wena? Phila: moja, uphi na? Me: ndilaphe roundini mfethu phila: silaphe town mfethu ziyakhipa shayi round if you dont mind i dont really know philas friend but ndacinga it wont hurt just to go and chill with them and so i went to the tarven they were in,before i could arrive i recieved a call from kamva me: hey! Kamva: why ungaphenduli i massage yam? but bekungekhonto iphendulekayo moss pha bendizicingela ngaphakathi me: andina airtime, ndizoku founela later ne kamva: sharp i miss you kodwa me: missing you more she laughed and we hung up, ndafika etown etarvern, phila had given me directions, ndifike ehleli ne friends zakhe they were having drinks me: ola bafethu! Bavuma bonke phila handed me a beer but i wasnt in the mood for drinking me: hayi! Ndi grand bra phila: kwa yintoni ingxaki yakho na boy, you looked stressed, waliwe? Sela nantsi i beer you only live once (laughing) i almost gave in, but the last time i was drunk, kwenzeka nje into yayingathi liphupho so i wasnt gonna do that again and besides i didnt trust philas friends, they were to scary for my liking me: khoyeke bra, i think ill have a cola kuphe phila: ok ke ungathi sikuvimbile ne? We all laughed, phila wakupha i wallet, damn ibifumile zi R200 ne R100 and he gave me a R50 note to buy myself anything i want, i went to the till and got myself a drink, ndabuya ndamnika i change, and he said i must keep it this dude is really loaded ne, i wonder uyifumana phi imali engaka anyway sahlala wethu sincokola, uphila emana ebhantsa amantombazana, they would go to the dance floor now and again, while mna ndihleli maan, ndizicingela ezam a little while later besedindidikiwe, plus tarvens are not my things kuyangxola and uzofika igilwa ngabantu, umntu abayinto ibila kuwe kodwa nguye okugilileyo, ndachwetha uphila ndambizela ecaleni me: ey bra! Ndicinguvaya ngoku, kuya later phila: hayi bo ntwana, the night is still young khawuphole yintoni na? Me: eish sorry maan! Qha kofanele ndivayile uphila wakhupha i R400 in his wallet and gave it to me, i was a bit suprised, kutheni ngoku? me: hay jo i cant take it sorry phila: relaxer maan uthathe nantsi imali, theres alot apho iphuma khona (smiling) what the hell! Ndayithatha plus ndizoyidinga in the next few days me: dankie bra! Phila: sure outi i left, kuthe xa ndisihla nge street going to the taxi rank, ndabona lomntu unobuso ondibuqhelileyo, he was coming my way, and engxamile i thought to myself hayi maa! Ndiyamazi lomntu eh! Uthe xa ekudenyana i realise damn this guy ngu SXWAIZO!
Posted on: Fri, 18 Jul 2014 11:16:45 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015