Insert#24 Busisiwe inga ndingaxela uYobhi mhla ekrazula - TopicsExpress



          

Insert#24 Busisiwe inga ndingaxela uYobhi mhla ekrazula ingubo yakhe yokwaleka, echeba intloko yakhe, esiwa emhlabeni, equbuda. Esithi Ndaphuma ndize esizalweni sikaMa, ndiya kubuyela khona ndikwaze, uYehova wanika, ikwanguYehova othabathileyo Kuko konke okwamehlelayo akonanga uYobhi, akamsola nokumsola uThixo. Uya kukwazi na ukundigweba mna Thixo,ukuze ube lilungisa ?? Inga Somandla ungandinika amandla owanika wona uYobhi. Ndiphendulele sonini na nini, ndiphendulele smakade! Ngoba wena Yehova uyaphulaphula xa ndi danduluka kuwe! Uyakuva Yehova ukutarhuzisa kwam. Bambana, Yehova, nababambana nam. Yilwa nabalwa nam.Qubula ikhaka nengweletshetshe, Usukume undincede Rhola umkhonto, uvingce indlela yabandisukelayo; Yithi kumphefumlo wam, Ndilusindiso lwakho. Amehlo am ndiwaphosa kuwe ezintabeni apho uncedo lwam lakuvela khona, mandingaze ndidaniswa! Amen.... Meanwhile eBunkers Hill.. Mfusi heeeeeeeeeeeeh??!! Ndiyabuza ngubani lo ubuza ukuba ngubani lowo?? Engubani yena for ba ade abuze ikaka efumileyo endlini ka Pumpkin!! Vuyani got out the shower in a towel.. Mfusi walked in..Vuyani *surprised* Magatyeni ubekwa yintoni apha elixesha? Mfusi looked at Linda wanyusa impumlo.. Linda Molo Ma.. Mfusi uzakubuliswa yintunga jou patyutyu! Rhaaaaa nkunzi yetywetywe ndin! Ude ubesezi gownini ebhedini yomnye umfazi akunazo nentloni jou moeeeeeeerrrrrrr!! Ude udumbhise imixhadi nje ubuza ikaka enesyezi ukuba ndingubani xa ungubani wena rhaaa! Thole lika nospirithi Vuyani Mama! Mama! Kahle ndyakucela yintoni eksen apha!? Mfusi ngu msunu! Awuka finalize ne divorce ke wena msunu wenja! sowubilisa itapile phof lomntu ucinga uyamshiyekisa uphole okwe nqayi umuncu wedwa uhambe ukhangelans ne 3 cents edibeneyo! Wena! *ekhombha uLinda* utsho nge dreads ezagqibela ngo 19-futsek utreatwa! Thatha umgodlo wakho uthi fokof kwa Busisiwe ndingekaku khabi unye kulo pete ingundileyo uhambe uba friendly ngayo kulamadoda jou moerrrrrskooooont!! *ebila* uhambe uzenza iqegu emadoden abantu! Ndakuthandaza mna mntanam ungazbe uphinde ufunwe ndoda ucinge uqunuselwe! Skhebereshe!! Linda VUYANI!!! *angry* do something! Uzakuyeka eligeza lomama wakho lithethe olohlobo nam?? Vuyani khawuthule Linda! Mfusi*enyusa iimikhono* uyithetha kubani lo kaka ine caps?? *wamtsho ngempama* Linda yoooooooooooh *screams* Mfusi rhaaa sies! *wamphinda enye wamdibanisa nedonga* Linda yoooooooh!! *crying* Vuyani held Mfusi.. Linda ran out.. Vuyani mama ayikho lento uyenzayo! Uzayenza kude kubenin lento uyenzayo! uBusisiwe akandifuni ufuna ndithini? Ndiyi ndoda I have needs! Nguye okhethe uhamba apha ndingamgxothanga! Ngoku ufuna siye ecourt.. She wants full custody of Simanye akafuni ndibone unyana wam *teary* Mfusi intoniiiiiiiiiii?? uBusisiwe usithatha njabi isigqibo esinjalo! Akanokuze ayenze lonto nguwe utata ka Simanye ayizojika lonto! Vuyani nam ndixakiwe! Khange akuxelele na? I thought nihlala nobabini.. Mfusi ha,a akhange ayithi vu tuu kum.*edanile*...Vuyani uphi ngoku? Mfusi eeeeh hayi uhhhm *stuterring*.. Vuyani mama! Ndiyabuza uphi ngoku uBusisiwe!! Mfusiandiyo khabhathi yamabibi ekfqibeleni! uzithengele itown house eDorchester heights..she asked me to come pick up the rest of her clothes.... Vuyani WHAT!!!!!! Meanwhile eSohco... Ziyanda(new character) & Asanda where kissing, in Ziyandas room at rez.. Asanda stopped.. Asanda*blushing*.. Azange ndaphuza ntombi before..kumnandi yaz.. Ziyanda haibo! Ngoku ubuthe nawe uyi lesbian?? Heeee *smiling*.. Asanda bendidlala..andiyo lesbian mna qha njee I wanted to try it out*blushing*my relationships with guys just dont work out, the last guy I was with I found out he is sleeping with other men behind my back..& besides kudala ndimane ndikubona eskolweni at first I thought to myself yi outy yaphi le intle ndandibaselwa nazezi dreadlocks zakho.. Ziyanda yoh Im sorry about that, mustve been hectic for tou ne?..hahahahaha! You crazy! But most girls think Im a guy at first, because of the way I dress.. Asanda so are you still dating lamntana zawusoloko uhamba naye nguban kanene? Ziyanda ngu Buhle, yes we are still dating.. Asanda oh ok.. Ziyanda started kissing Asanda again.........
Posted on: Wed, 23 Oct 2013 08:11:09 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015