Insert 27 Tchini alok engesa phone uLindo ndimfake ku reject - TopicsExpress



          

Insert 27 Tchini alok engesa phone uLindo ndimfake ku reject mtakabawo alok mna andizobe ndibasi sbhanxa sendoda, ndingazobe ndililela indoda qha tchini hay aqatywe ntoni ona?? Rhaaa ndandi phambene nyani mahn funeka ndiyiyeke lento yam yoba nice kumtu wonke because ever ndibulelwa ngekaka yhuuu andfun noxoka mahn intliziyo yam ibibhlungu heee phofu bendilindele ntoni endodeni? Ungaze uythembe indoda vha? Kanye uyawfana nam. Fine yaphela ke iweekend oko ndandi khubeke ndinjalo kodwa ngo Mvulo kusasa ndisiya emsebenzini ndavese ndaguqa ngedolo ndatcho nje umthandazo umfutchane mahn ono AMEN omde , ewe alok uThixo ebeyazi intlungu yam kodwa bezofuneka ndimcele andiphe amandla ndkwaz ujongana naba emsebenzini sesi gqibile ulungisa ke no Amanda umntu ngamnye ezophuma indlela yakhe Amish: mtase uzphathe kakhle ungabavumeli baku dlakaze man Mna: hay cc phola andnanto andizoba hoya nakancinci Amish: Ewe uzazi uyophangela pha uzyeke izdenge ezi We shared a hug and kiss waphuma umtaka mam a ndashiyeka nditixa xandphuma egate_ini gqii moto ka Lindo ndangath andimboni tuu ndajonga phambili wazo misa ecamkwam wavula ifestile Lindo: Cela ukhwele torho Sihle Mna: Ndigrand ntwana yam ndinayo mali ye taxi gqiba ndahamba Lindo: Hay hay hay Sihle andizokyeka ukhwele itaxi mna Mna: Uyazlibazisa ke Im sure Lisa ulinde wena pha Gqiba ndamisa iphela ndakhwela ndandi caphuka mahn bonanje rhaaa uLulindo undi qhelisa ngo Lisa , ndizamjonga njani emsebenzini? Abanye bazay qonda ba ikhona into mos, ndafika eHighway ndakhwela iOxford yhuuu igcwala msinya ke le itaxi nyani ke yaphuma eHighway isiya ngase town. Ndafika emsebenzini ke ndabeka into zam, gqiba ndahlala ke mna wabe Lisa engeka fiki no Lindo, mmh andfun nobe ndiycinga wangena uLindo ke shame ebonakala uno msindo qha unomsindo wobubhanxa shame , waza kum Lindo: Sihle ndicela sithethe torho Mna: ndise msebenzini nawe desika yakho ikulindile Lindo: Haybo Sihle, lets pretend to be cool at least ungavuyisi uLisa Mna: njeba ubumvuyisa wena ngoku bbumngqengqa, bulela nje mtakakwethu ndingakhange ndiphalaze gazi lamtu Lindo: Well Im sorry Sihle Esathetha ndamqhawla Mna: Khame ntwana yam mahn ndine ntloko gqiba ndaphakama ndaya ekitchen ndasela amanzi ndabuyela estulweni sam ndasebenza ke nge lunch hour yam ndaphuma ke ndaya kwa shoprite kule game qonda khendi change menu ndathatha ihot dogs eziy 2 ne drink eziy2 alok umntu wam andizothi noba sxabene ndimyeke angatyi tchini, ndabuyela emsebenzi ndaatya ke gqiba kwam ndayomnika ukutya kwakhe Lindo: Enkosi babe Mna: okay Ndahamba ndayotya gqiba ndazenzela itea , then ndasela idrink ndabuyela esihlalweni sam the day went on just fine. Lisa alok ngolo wayendi jonga kakbi qha ke ndnga mhoyanga mane eyozthethisa no Lindo , andi jonge ndimjamele ke mna mtakabawo , waza kum uLisa ndiqonda zakhe ndiymamele lhe afuna uythetha Lisa: Yhuuu ntombi uzenza hot ngothengela umtu wethu ilunch Ndakhe ndamjonga bengabaweli nomphendula ke mna ndaphakamisa isandla Mna: Yabo nje bendikufake impama? Andi mindy nangoku phinda ke dolly vha Lisa: Yhuuu uzbandisa worse ke ngalonto Mna: Ok khame uyandi phazamisa ke , khawhambe Wahamba wabe phofu endijonge ngo S ogoso kanjani Mxm yade yaphela imini sa tchayisa (goduka) xandiza phuma emnyango waza kum uLindo Lindo: nini ndicela ukhwele kum Mna: ok Saphuma saya emotweni Lindo: awfun qhuba?? Mna: ha.a bhuti Lindo: ndicela uxolo torho Sihle, ibiyi mistake , bendi hendekile I promise andphinde ndiku moshe Mna: ubuyenzelani kwakqala? Caba I dont satisfy you mna? Sangena emotweni sahamba Lindo: You do baby qha andaz bendngenwe yintoni Mna: I hope ubuysebenzisile ke icondom nalamtana andfun gula mna Lindo: I did baby, ndiyakthanda mna Sihle Mna: ndiyakthandaa nam we2 Sathula yahamba moto sade sayofika ekhaya Mna: Enkosi bhabhayi Ndavali cango ndayongena endlini, hay kodwa ndiyamthanda uLindo , noba undmoshile ngumtuwam alok lowa noba kungathini nha. Ndafika endlini nda roster ichicken ne tapile ndalinda udadewe2 afike, ndakhulula i_uniform ndanxiba pyjama wafika nyani Amish: Andidinwe mtaka tata Mna: dinwe mna kuqala yhuuu ngase ndilale Amish: khame ndiphake Mna: kodwa awphekanga? Amish: tchini ndilambile we2 mahn Mna: phaka ke mtase Waphakama wayophaka satya ke we2 gqiba kwethu savasi zitya then sayolala ke wafouna uLindo andaybamba tuu gqiba ndalala and that was the end of our day.
Posted on: Mon, 06 Oct 2014 16:59:03 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015