Insert #87 Ayisacace uba nyan ndizombela ngokwam elam ingcwaba - TopicsExpress



          

Insert #87 Ayisacace uba nyan ndizombela ngokwam elam ingcwaba xakunjalo ndingasibhakamisa njan isandla kwi boss yabo... Kwi mboza ye mboza.. Kodwa ke naye bekungafanelanga undiqhwabile ngumqala wam moss lo ubuginya isimiri miri futhi kunjenje kungenxa yakhe moss... Khona yinton lena azoyihlalela apha eskolweni nam? Andimdingi tu ebomini bam futhi oko wafika andisayazi lento kuthiwa kukonwaba nhoko ndikhathele maan nam kaloku ndiyafuna udlala nabanye abantwan..... Uthathe labhotile wayifaka kwi fridge ugqiba wahleka wathi nci nci nci nci Mzo : uyazazi uba awunguyanga nomthamo onengqabuko kum... Uyayaz zange ndaqhwatywa yicheri?... Uthembe ntoni? Me : wena undibethelani ndoda ndini endala khona ufunani kum umdala Mzo : ndifuna ube ngumfazi wapha kwa Mpoke...... Uye wandisondeza kuye esifubeni nam ke ndayekelela ngoba bendilindele ubethwa... Une soft spot nyan uMzo kum...... Bendiziva maan uba ikhona into erongo ngathi ndinesiyezi iworse ndithe ndakungqengqa hayike yajikeleza intloko.... Ndaphakama ndaya ebathroom ndaphalaza kanobomi... Bendirhalela ubukhupha maan utywala emzimbeni wam bendirongo nyan khona abantu bayisela njani into enje.... Caba ndiye ndatiphela kulonto......ndivuke ekuseni uMzo ebe glower maan ebobotheka yedwa.... Uye wandinika ikofu emnyama estrongo bendigula ndingazuya eclassin...... Ndiye ndaphunga nam ndizinyanzela phofu..... Me : utheni namhlanje wavuka ufresh wase wanoncumo oluka blanket? Mzo : this is the beautiful day Mfazi..... Ndizoya etown ndikuphathele ntoni? Me : andifuni nto.... Bendixoka qha ndidikwe yilento ndasoloko ndisemnyameni Mzo : ndizokuphathela idolophu yonke ndiyizise kuwe ungaworry...... Another thing dont worry about everything is sorted so ungaya noba kuphi.... Another thing wawuthe ziphi ilali zakho? Me : ndiye ndamxokisela... Ubuziswa yintoni? Mzo : ilady elisela isminoff yi turn off but I understand your backround define everything... Wathatha isikhiya semoto and left..... His one of a kind...... Ndiye nda cleaner endlin ndivulile ndikhalisa uChris brown - with you..... Ugqiba kwam ndenza iwashing yam kaloku bendiyinikiwe I assurance uba mandiphole all is well.... Ndiye ndahlamba ndanxiba ishort ye Jean neskipa ne push..... Bendidiniwe ndi bored ndikhumbula noSne nedrama yakhe mybe fanele ndifune inumber nyan I need a friend tshini ndase ndayinkomo edla yodwa....................ndiye nda decide uya etuckshop ndifune noba yi juice bendinxaniwe yabe iphelile apha........ Ndiye ndehla ke uya khona ndidibene noSive bendimonqena shem yazi...... Me : hi Sive : hey gal urite? Me : ndirite wena? Sive : shap nam..... Awunqabe yintoni kangaka? Me : kaloku nandigxotha so ndizihlalela ndodwa emantla Sive : ok ndiyavuya ukubona.. Awoyiki uhlala wedwa kengoku? Me : ngubani othe ndihlala ndodwa? Sive : hayibo unezikwata nah? Yhiyo lento unqabile Me : andinazikwata ndihlala noMzoli.... Ndaqaphela uba wothukile... Sive : good for you njena... Khawuyeke ndiye ndlini.... Uye wahamba ndashiyeka ndimsizela ngoba ndithe ndakumention igama lika Mzo ndabona uba uyaphakuzela shem omnye umntana......... e Walter Sisulu University (ibika Campus) kuse gege ndiyakuxelela oxhela eyakhe akabuzwa... Sikhona isecurity singange Nonsense but sikhona njee ngoba zonkizinto ziyenzeka ngoku bakhoyo..... Ndithe xandiphuma etuck shop nantsi iBMW inyuka pha ndaqonda futhi ndizakuthi chu ngoba ndim umntu wala room ndiyambona lo use wenza ngathi ufunda apha....... Ndiyofika kuye ndafika eme emnyango efouna ikhala ngaphakathi....... Uye wandi hug wandincamisa la kiss inenye I Agenda... Ndivule umnyango sangena noMzo senza into zethu gqiba sathi ngqi........... Siye sahlamba wahamba wayolanda idolophu yonke le ebethe uzandiphathela yona wayiqoqosha ke.... Me : Mzo ngubani lona undisendela I sms? Mzo : ngumntu ocinga uba uhlakaniphile baby kodwa phola Me : ndibuza igama Mzoli why usoloko undifihlela izinto..... Uthe uMzo......... Thula uthi tu...... Abangandaziyo bathi Mzoli kanti ndinguMzolisi igama losabela....... Namhlanje kuzonuka ITHA....... I will teach them the lesson they will never forget......... I wonder ngobani abo............. Ningabo dlalela kwi Cheri yeNduna.............. Nakuzisola!!!!!!!!!!!!!!!!!!!!!!
Posted on: Fri, 16 Jan 2015 11:22:28 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015