#Insert104 Wahamamba u Khaya ndasheka no Maso. Ndake ndacinga - TopicsExpress



          

#Insert104 Wahamamba u Khaya ndasheka no Maso. Ndake ndacinga uba lemibizo mininzi bendiyibuzwa ngu Khaya ebeyibuziswa yintoni, ndathi ndisaqala ukucinga uba ingathi kanti ucinga ndimithi ndaphinde ndazinqanda. ngoba ndiyazazi uba andimithanga moss mna ngoba bendisandokuba kwi period ngoku and andigabhi njengoba ndiqhele ukugajiswa ngamavumba athile. So ndaphola apha entloko ndizazi uba andimithanga nje. Ndakhuphela u Maso i burger ndamgalelela ne juice ndamnika watya mna ndazenzela i coffe ndakugqiba ndabukela i movies. Waye wozela u Maso ndayomthathela ingubo nomqamelelo ndamondlalela ndamlalisa apha e sitting room kwi methi. Ndakugqiba ndangqengqa esofeni nam. Ndalala ndisa bukele ezo movies. Ndothuka sekumnyamana apha endlini ndaphakama ndayoku layta. Ndakugqiba ndavusa u Maso ngoba wayezuphelelwa bubuthongo ebusuku abe esokolisa abantu. Wavuka ndimbona uba usozela ndamfunqula ndaphuma naye wayobethwa ngumoya watsho wavuka. Ndaphinde ndabuyela kwi movies mna wabe u Maso ezidlalela kwi passage. Wangena u Khaya sephethe i plastics wafika wazibeka ekitchin, wakugqiba waya ku Maso. U good ke shame ebantwaneni, unenkathalo ude abengathi wogqitha nomama lowomntana. I warmed up the food. And dicided to take a bath. Ndabashiya besitya kwabe kungo 20:00 amaxesha. Ndaphuma sebegqibile ukutya ndanxiba nje i pyjama ndahamba ndayokuhlamba izitya. Weza u Khaya kum e Kitchen wandincedisa ezityeni, wabe ezosula yena. Khaya : Baby Andikubonganga usitya wena. Mna : Andilambanga. Khaya : No baby komele utye noba yi fruit ke. Watsho ekupha i apile elihlamba. Mna : Ndizolitya njani ndivasa izitya? Khaya : Ndizozigqibezela kaloku. Watsho endisusa endibamba ngesandla endichophisa ngenkani. Ndahleka ndahlala phantsi ndathatha eli Apile lakhe ndatya. Khaya : Nantsoke into ebendiyifuna. Wandiphuza esidleleni, wayogqibezela ezizitya ndambukela. Ebusuku ndahamba ndayolalisa u Maso, sakwela sobabini ebhedini sajongana sincokola ezonto zethu, wade wozela walala. Ndaphakama ndaya kwi room yethu, Khaya was already in bed reading something. I got into bed wabeka lento ebeyifunda wandijonga. Khaya : Ndiyakuthanda uyazazi. Mna : (ndihleka) ha.a andizazi. Ndatsho ndibeka intloko yam esifubeni sakhe. Khaya : Ndiyakwazisa ke. Wabe edlala ngenwele zam. Khaya : Baby Mna : Mhhh. Khaya : Ithink u pregnant. Ndasuke ndahleka ngoba akayazi lento ayithethayo, ndiyazazi uba andimithanda mna. Mna : Ndi Pregnant? Khaya : kofuneke ngomso uyokwenza i pregnancy test. Mna : hayi baby suyicinga noyicinga into yokumitha kwam, ngoba ndiyazazi uba andimithanga. Khaya : (encumile) oh! Sizobona ke baby but funeka uyenze. Ndasuke ndadikwa. Mna : Andimithanga mna and andizokwenza lonto ndiyazazi moss. Khaya : Ndizokuphathela i Pregnancy test the sooner the better, idont want to risk anything happening to both of you and my baby. Mna : Umntwana? You sound so convinced uba ndimithi, andigabhi and bendiyile nakuma period so ndingamitha njani? Khaya : Every woman is different, so are her experiences of pregnancy, not every woman has the same symptoms baby. Ndathula ndasuka kuye ndaqamelela ngomqamelelo. Khaya : Baby jonga (watsho esondela kum endibamba) bleeding in your early pregnancy can look and seem confusingly similar to a period. Typical this bleeding will be shorter or lighter than a normal period. Wabe enyanisile ngoba usually ndidla ngoya i 3/4days kuma period but ngoku yaba yi 2days. Khaya : Iqhelekile ayiqali kwenzeka ngawe, and ayinabungozi emntaneni. xa kwakungenzekanga kanje ngoku wawu pregnant u Maso ayitsho lonto uba uzosoloke uzibona ngalendlela wawuzibone ngayo ngoku wawu mithi yena. Ndase ndaphelelwa ngamandla kengoku ngoba u Khaya ndine 8months nje qha ndimazi kodwa sendimithi umntanakhe. Khaya : Thats why izolo bendikubuza nangeza discharge. Ngendlela oyiyo kumele ube ne white, milky discharge in your vagina. And lo discharge izoqhubeka throught your pregnancy and is typical harmless and it doesnt require any treatment. But uba ingaba ne smell esibi or burning itching sensatation ndicela uzundixelele. Oko ndandithule ndijonge kwelinye icala mna. Ndizisola uba ndivumeleni ukumitha, khona xa sinokohlukana no Khaya ndingayithini into yabantwana ababini botata abohlukeneyo. Caba qhondingena kwi relationship londoda ndiyishiya ndiyimithele. U Luvo unomntana kum and andikwazi ukumsusa ebomini bam. no Khaya ngoku ndizoba nomntwana wakhe nathi xasinokohlukana soze ndikwazi ukumsusa ebomini bam. ndizoba ngulomntu unegquba labantwana abanotata abohlukeneyo. Khaya : Baby u right? Watsho endijika endijongisa kuye ndabe ndigwantyisile inyembezi. Khaya : Baby uyakhala? Watsho endisondeza kuye, ndathi nca ke kuye hayke ndagixa kwade kwabamanzi umntla we pyjama yakhe. Khaya : mama wabantwana bam, you have just made me the happiest man alive, Asoze ndize ndikushiye, ndiyakuthanda and ill always do. Wandisusa wandincamisa kwezonyembezi wakugqiba waphinda wandiqinisa........
Posted on: Mon, 27 Oct 2014 07:16:08 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015