Insert21 Ndeva ucango luvuleka ndisangqengqe ngomqolo ndikhala - TopicsExpress



          

Insert21 Ndeva ucango luvuleka ndisangqengqe ngomqolo ndikhala umntu wahlala ecan kwam wandikweca Lina watsho it was Ma ndibheke sthandwa sam ndaguquka ndahlala ngee mpundu and faced her her:i know how you feel and i understand, but the is no reason for not celebrating ur birthday me:how when i do not know ababantu bandizisa emhlabeni? her:awumazi uThixo? me:i do, ndithetha ngabazali bam benyani mna mama wabheka phantsi, ouch that must have came out badly mama you know what i mean her: yes i know babe, its okey, mamela apha, it is God owakudalayo hhay uThixo, it is Him ongumzaliwakho kuba noba ur biological parents zazingakushiya ngentando kaThixo if ebefuna ukhule ngaphandle kwabo bebengasweleka kodwa uThixo yena ebezohlala engumzali wakho, musa ukuzisola iindlela zikaThixo mtanam, the is a reason why your life is like that, God doesnt give us what we want, he gives us what we need your date of birth is ur day not ur parents day ur parents are ur transport to earth wena wawuzophila eyakho impilo, u dont need them to define who u are ow wanditsho ndathamba intlizio umfaz wakwa Sbewu i smiled me:ndiyabonga mama, i just cant wait for my day, for once im starting to love usuku uThixo ewandiposa ngalo emhlabeni mama wahleka and hit my arm playfuly I hate lomfaz wandizalayo shame, ngengcono ba bendizalwa nguwe i blurted out ma:hhay Lina! she said snapping me:kakade mama wandibheka kalisizi ndamhleka breakfast is ready Spha called out, saya e sitting room besebehleli bepha utata noAna, umntu wazi server Spha said grace kwatyiwa gqibakwethu ndaqokelela izitya wathi uAna ndiziyeka, yho fo the fist tym, i did as instructed ndaye roomini ndakhupha i washing yam ndoyenza ngesandla ndoneka ndazihlalela e verandeni beku clean vele Spha joined me sancokola Ana too, Spha was not angry anmore Spha:so sis how far are you? her:4 months me & Spha: 4months?! we were shocked Spha:uya fihla shame, sewuqalule iclinic! AnaNo etsholo phantsi
Posted on: Thu, 18 Sep 2014 11:50:01 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015