#Insert_398 Waxhuma u Anesipho ebed(in) wazigquma nge - TopicsExpress



          

#Insert_398 Waxhuma u Anesipho ebed(in) wazigquma nge towel,ibane picture ye sister yakho encinci ka 1996 in bed,naked ne brother inlaw yakho elingana nawe... Me:Anesipho phakama uy0hlamba,Mello uzanisa eskolwen xa ubuya uzawubuye eKing...Khanyisa ndcela undgoduse ke wna Ndaphuma ng0mnyango ugqiba kwam,ndapack(isha) impahla zabantwana bam ndazifaka em0twen...ndanika uNattie no Sbusile imali,uAnesipho ebezawuzib0na ke yna... Ndathatha ifown ka Sbusile,ndafownela u Hlumelo... Melo:Nz0ph.nda ndikufownele emini Sbusile yho Me:Ndicela use o Sbusile eskolwen Melo:Yho Isipho ndilele mna khawubase ngokwakho Me:Andnam0to nje ndiz0basa ngant0n Melo:0k We hung up,ndanika u Sbusile ifown yakhe,wehla u Kay saphuma sayongena em0twen semka.....wafika ekhaya nd0hlika nabantwana bam,say0ngena endlini ndafika u Buti etshintshe kubu be ID mntakabawo,ndabulise ndaphendulwa ng0 makazi qha nday0beka izinto ekameren,ndabeleka u Easy ndafunqula u Esour saya esitting room,u Esour waya ku Buti... Eso:Thathe Alume Waj0nga kude ubuti sana... Eso:Thathe a_o_u Buti:hay Esothando maan nx! Yho akakhala u Eso,wazibhuqa phantsi...ndamthatha ndaphuma naye... Me:Thula mntanam Eso:Afun Alume Ithipho Me:Myeke mntanam vha,lala ku mamakho Ndamlalisa phezukwam wade walala,ndayomlalisa ndabuyela esitting room wabe ubuti egqibo phunga... Buti:Uvelaph Me:Endlinam Buti:Bendthen kuwe Isipho,kuthen ungamameli Me:Ubufuna ndithin na buti abantwana befuna utata wabo Buti:Bebe funa u Lukh0na okanye wna ubufuna uyolalwa ngu Lukh0na Me:Ufuna ndilalwe nguwe na Buti Wandigibisela nge cup,ndakhawuleza ndaguquka okuba ingabetha usana luka Lukh0na...yandibetha engalweni gqiba yawa phantsi yophuka...ndaya ekamereni,ndazivalela ndalalisa uEasy ecalen ko Esour,ndangena ezinguben...i cried myself to sleep,i never thought my own brother would turn against me and abuse me...ewe bafuna uLukh0na aph.nde andilobole kodwa ayith lonto mandingabasi abantwana bakhe kuye...ndothuswa kukhala kwe lapt0p yam,ndafaka i earph0ne ndasabela... Luu:ulilela nt0n Me:Ay0nt0 Luu:Sphumze ke Me:Ngu buti Luu:Wenzen Me:Undgqaye nge cup Luu:Ithi a set(e) i date abantu sekhaya aban0za ngay0 apho kowenu Me:0k Luu:Sulila bb ke vha Me:0k Luu:lala ke nana,ndiyakuthanda vha Me:Ndiyakuthanda nam We disconnected,ndabeka ilapt0p yam ndazigquma ngengubo,watcho i kn0ck ndave ndazixelela andizovula tuu,lo unkqonkqozayo uyawumela kula mnyango...
Posted on: Sat, 20 Sep 2014 10:55:23 +0000

Trending Topics



iv>

Recently Viewed Topics




© 2015