Khandifihle sisi bhuti .Bendithandana nalomfana so waCheater - TopicsExpress



          

Khandifihle sisi bhuti .Bendithandana nalomfana so waCheater oqgiba wamithisa leCherry . Into ayenzileyo waye wandixelela lento ndathi ndisenomsindo ndisathi andimfuni wandixelela ebezotsho naye ufuna ukubasecaleni komama womntana lo uzayo yena . So wathi masiyeke ke , bazenza ezizinto zabo ke phambi kwam bethandana . Ndazama ngako konke ba makungabikho mntana kuba nguye lo wenza indoda yam ingandifuni . Nyani ke last month yayozala lentombi umntana akalunga ke luckly . Now lendoda izocela amaxolo kum ithi iyandithanda ifuna sibuyelane . Ndimthathe back bethuna or ndithini ?
Posted on: Sun, 30 Jun 2013 14:29:04 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015