SEASON TWO INSERT 63 siye sancokola nechom kwabetha ntsimbi - TopicsExpress



          

SEASON TWO INSERT 63 siye sancokola nechom kwabetha ntsimbi saya kwi assemble then sangena ezi classin zaqhuba kakuhle iperiods yayi short break we chilled eclassin nomngane soya:masiyothenga ice cream kushush mna:yeah great idea sithe xasiphuma kwabe kungena u thandanani ndamjonga nje saphuma wandibamba mna:dont you dare him:haybo fethu ndizekuw nje mna:ububizwe ngubani na him:yho hayi fethu yinton undizonda mna:andikuzondi uyanddika nje qha soya:khawuyeka umtshanam weena utsho ngentloko enkulu his friends laughed,behamba nazo wandiyeka kodwa wathi chuu emva kwam endicenga ndimnike number yam ndamnika eyala e250 indala wethu wayi buzza yakhala wabuza iphi ndathi i left it home ndandizofika ndiyicime futhi wade wajika sathenga ice cream no chom samiswa yilantombi yayizolo kuthwa iyandifuna girl:hey us:hi girl:qhawe bendicela uthetha nawe soyama laughed mna:uhm okay cool soya:ndizoma pha ngasemithini chom mna:okay ngayi kude nhe soya:sure bbe wandi winkela gqiba wahleka mna:soo girl:uhm ndingu mihlali bbe girl ndakwazi ke wena yho fethu kudala ndikujongile and i just fell in love with you so i was thinking if you could just give me a chance mna:what chance? her:sijole kalok mna:jho hayi andizokwazi ndinendoda yam mna her:but singazama maybe this will work mna:uyayiva lento itshoyo?soya yandibiza bye ndambaleka isicaco soyama ephelile yintsini de waguqa ngamadolo mna:mxm ayihlekisi soya:haha ude ubaleke chom mna:hayi yandoyikisa lowa she laughed again waphakama saya eclassin oko ehleka mxm :/ ngenditheni na mna:khapheze ngoku besizigqibile ice cream zethu sincokola nje sihleli phezu kwe desika soya:mhle la thandanani mna:yeah shame soya:but ungakhe ulinge mna:ndizombaleka njengomihlali naye we laughed soya:haha uligeza kaanjani,linqabile eligama ndiyaqala uliva mna:nam ndaqala sana but limnandi soya:yeah sancokola ke kwabetha ntsimbi kwangena teachers kwafundiswa yayi long break saphuma sayothenga,ice creams ne two litre ye coke ebanda kamnandi kanjani saya kolizi safika behleli ngespaletta hayke sasela drinks sincokola kumnandi soya:niyamazi umihlali omfutshane omnyama lzi:funda 11a?yeah soya:ewe ufuna u liqhawe bahleka soya:jho wabalekwa ngenyawo zombini ke ngumtshanam bahleka mna:its not funny guys yandoyikisa lowa bahleka babe bencokola ngalento ndaphela ndihleka nam kwafika mntwana oyinkwekwe ethi ndiyabizwa ngu Tar na mna:nguban lowo boy:tar thandanani mna:ithi andifuni wayengezelisa umntwana him:yho ndakucela uye sisi uzondibetha xandingazanga nawe mahle:hamba shame ndine worry ngu boy boy sahleka ndaphakama ndayosabela mna:yintoni? him:jho fe- andamlinda noba agqibe ndajika bendicingela lamntwana ndingafuni abethwe tjie ndabuyela kwabanye amahle:jhu awashesha mna:andincokoli namageza mma soya:mxelele chom indawo yamageza yi bhofolo we laughed sahlala sincokola kumnandi amahle bengenanto zifunny kuba eyekile ufunwa ngu thandanani wafuna mmabendimthanda ngalonto linenekazi soze abe ezibilisa ngamadoda sana jhu not kumamtshawe sisi siye sahlala waphakama sino waya gatin wabuya ne 2ltr yeskhaftina se icecream with spoons biyi chocolate and mint we dug in sayitya sayigqiba salahla esositya le mna:ivelaphi bahleka sino:uyibuza ngoku se uhluthi yiyo mna:ewe fondn wahleka sino:umabra mahle:mhh kumandi ku sweet nekhala hey wablusha sino samhleka yakhala ntsimbi mna:hayke iyobonana late ladies sino:khaze nazo mna:hay tshi ndatsala usoyama sahamba saya classn kwafundiswa ngo 13:30 school was dismissed saphuma ne girls sayothenga icecream kwa kfc ngase skolweni satya mna:ndiya kulela ke guys soya:mhh sino:ndiya ku mabhuti asa:ndiya ku akhu mahle:jho akubuhlungu ushumaneka lizi:haha yitsho uphinda soya:what about avela na sana? lizi:hayi makhe ame amadoda ndiphantse ndenza isono esikhulu ngenxa yendoda soya:mhhh okay hayi mma ndihamba nomama siyothenga mpahla mandinishiye nhe mna:undithengele panty soya:haha i will we hugged her wahamba lizi:ndiyamthanda yaz mahle:nam sino:ndandikade ndingamva asa:wanceda wambetha qhawe azobhadla we laughed mna:ndiyajiya ngetshomi yam sino:nigila migqomo futhi mna:haha oh hay wethu,mandihambe nhe them:sure doll i laughed we group hugged ndayokhwela ezi parkridge ndohlika ngakwa Joz(shop)ndahlala ndaya galini lakhe bekukhala mculo ndangena ndachwechwa ebendizele ngomva ecofa laptop ebhedin yakhe ndamothusa wakhala ndamhleka lela:hayi maan baby yhu i laughed wazibamba isifuba mna:hahaha askies lela:ndizokufumana usile maan wena mna:haha ndithe uxolo nje bbe ufuna ndithini lela:kiss me mna:mhhh saphuzana nje kamnandi sana :p lela:khulula uniform ndakhulula ndanxiba his tshirt we cuddled sabukela movies sidlala sileqane apha endlini sihleke nje kubemnandi lela:i love you mna:nam sthandwa sam lela:andifuni ntwana izenza mna kuwe futhi i laughed mna:ngubani othe ngabafana qha abanozenza wena? lela:hay ungathi kanti uthetha ngalento ndiyicingayo i laughed lela:haymaan bbe :o mna:haha hayi wethu ndifunwa yenye i girl pha eschool undibizile namhlanje telling me she loves me ndambaleka ngenyawo zombini tjo he laughed mna:uzuhleke lela:ubalekile baby mna:jho awuna picture unombono wena he laughed again lela:hayi pheza nana tshini mna:mhhh ndiphezile lela:masiyothenga ice cream mna:ndinxibe kanje? lela:khona ingxaki? mna:ewe tshi ufuna kubonwe asserts zakho? lela:unengqondo kanene baby mna:yayazi kaloku lela:mandithume lentwana ke wakhwaza kwaza omnye mfana wamthuma mna:utheni eyintwana kodwa ungaka usile wena lela:soze u understande baby mna:mhhh okay ke sthandwa sam wabuya lamfana ne litre ye icecream chocolate and mint hay jonga zojika beyiyo vha? sahlala satya ke theng ngo 4 wandikhapha ndagoduka ndafika bekhona u boy wabaleka weza kum boy:sisis ndamhleka ndamfunqula ndamjikelezisa ebehleka ke boy:haa man ndahleka mna:unjan? boy:apiya ndodlala no yada(yanda) wabaleka waya eplayroom mna:molweni bethuna sisAbu waphakama we hugged oko encumile nkuli nothando lenzwakazi thou abu:kunini ndikukhumbula fondin mna:nam yho uphu enzo? sino:use playroom mna:mandiye kubo ndafika ke watswina enzo:oh my gosh sis #screaming hayi ndaphantse ndayowa ngu oh my god lo mna:hehe molo nongqiza unjani? her:phila qha khumbulile ka wena tjo mna:nam nje bhabha enzo:undibekele nton mna:izobona bendizomnika la e250 wethu azifakele simcard ndayazi ibizohlala kukhulu lophone qha ndaqonda ndimnika,bena 5 years ke phofu kodwa ngathi na 9 saya roomin ndamnika iphone engesavuyi sana esithii will call all my friends,uzobanomona u noriri sana yhu i love you sis haha lomntwana though enzo:mandiyobonisa oomama mna:okay bhabha ndasheka ndiphonela lela telling him ndihambe kakuhle ndakhulula ke ndanxiba nje pholileyo phofu qale ngo showerisha ngamanzi abandayo ndanxiba a short white summer dress and my sleepers ndenza homeworks zam ndafunda i test kuye kwathwa sizoyibhala ngolwesine which was tommorow so i had to study and bendingena appetite shame kushushu lok iyeza enye but sacleana
Posted on: Sun, 14 Dec 2014 08:24:17 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015