Wenze kanjalo ke ungandivezi umama wam wasweleka esithi ndingaze - TopicsExpress



          

Wenze kanjalo ke ungandivezi umama wam wasweleka esithi ndingaze ndimlahlele kude usister wam angahlali ngapandle kwam atye endikutyayo kubantwana bam ndiyazi yena yi1st born yam ndenzile ke njalo ndawa ndivuka naye wade wase U.C.T xa efika pa akasafuni nondibona sehlala nendoda xa ndicela abuye ubuya just for 3 days endlini after ahambe xa ndimbuza avele ati uzoya apo ahoywe kona iyandixaka kemna ngoku ndimkulise ndingapangeli nditengisa i cigarett since sashiywa ngumama ena10 mna ndina18 ndaluza isikolo ngenxa yake ndenza izinto ezingafanelekanga ndizenze ngenxa yokuba ndifuna ndivise yena kamnandi ingaba ke ndirongo xa ndimsusa ezandleni zam ngoba uteta ngam ezitshomini zake kakubi ndidiniwe zizinto andenza zona angandiqumbela yena umama ngalonto ??????,,,,, #nosva
Posted on: Fri, 26 Jul 2013 12:45:28 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015