Yesterday i engaged with one of DENOSA member but i was more - TopicsExpress



          

Yesterday i engaged with one of DENOSA member but i was more interested in her T-shirt written Sdumo hands off Vavi. Ndihlekiswa yinto ethi iANC ayika launch iManifesto 2. Uthi iANC ayide iyenze iRally coz thina sizi Unions ezi 7 kwiCOSATU sibambe imali zethu kwaye funeka ineR3 million ukuze ikwazi ngk ine R1.4 million 3. Uthi wayekwiYouth League but akamazi uNomfundo Tsoko kuba akafane aphume endlini though they live in same street. Ndiske ndambonisa iDRUM magazine coz le Manifesto yakhutshwa nakuyo that week, ndiyambuza ikweyiphi iphase ngk coz iRally ikuphase 4, hay ke ndiyihlekile angamazi uNomfundo kwiYouth League leyo yakhe. So lets equip ourselves Cdes singalahlekiswa lula. Zibaqhubile zona kakuhle iStudents andikrokri. I know for a fact that we (SRC) should accommodate every Political Party but market your Party not annihilate another one. Senditshilo!!
Posted on: Wed, 05 Mar 2014 03:20:40 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015