You will never understand the meaning of ukucela iswekile, isitya - TopicsExpress



          

You will never understand the meaning of ukucela iswekile, isitya somngqusho, mili-mili okanye iflour enext door until you get matured and experience the dynamics of life. I know this was embarrassing especially xa kukho abantwana enext door...okanye wawuncwasile....lol. I am happy as well ndafunda ukubolekisa ngecephe nomnye umntwana ndiselusana xa ndisitya....#Ukuba ungumXhosa uzandiva ndithini....Bayethe lugwece lakuthi!!!
Posted on: Fri, 01 Nov 2013 11:11:12 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015