sanalwam ndigqitha komnye umfana uthi kum Bhut:tjooo isile - TopicsExpress



          

sanalwam ndigqitha komnye umfana uthi kum Bhut:tjooo isile lentwana lonto buzobe umamelane nayo uyakuphambana me:lol lont bhut babusazi ndidikwa ukufa ngumntu ozondixelela ba mandithini Bhut:haisuka ubakhathelele nganton noko ayithi bona la account khabhale wethu intozakho uphole phoxe lonto izakube ikudika banddike mna kuqala Mna:aike sanalwam kulento ndiqhubekeka nokubhala intozam ndandithe mabandisuse ba bazodikwa ngendikubhalayo Bhut: sure ntwanayam Lol lobhut yaz ndiyaqala umva umntu othetha lento lonto ndizobhala lee ithi mna kwaye ke uyakuxola ungomnye.
Posted on: Thu, 06 Nov 2014 09:57:34 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015