Fihla apho ke mfethu nanku umntu ezokufa, Ndingumfana ona 28yrs - TopicsExpress



          

Fihla apho ke mfethu nanku umntu ezokufa, Ndingumfana ona 28yrs apha,istori sam side kodwa ndizosenza sifutshane. Kukho lo sis uhlala nendoda yakhe apha,banomntana obegqiba 5yrs izolo so besilapho ke Ndiyavana nalo bra futhi besisela sonke qha waske wahamba ebsuku netshomi zakhe,iqale apho ke ingxaki. Le meydi yakhe iqale ukwenza into ezi funny indabamba bamba,incokola DIRTY isithi kudala indifuna. Ngooku wandibizela endlwini yabo ndaya ke nam kuba besele ndinxilile,yenzeka ke eyenzekileyo.Caba ubhutiza uvile ngayo ke. Khange ndbuye endlini imini yonke ngoba kuthwa bayandifuna netshomi zakhe andyaz bazondithini,khanincede bafethu. Should i tell him as it happened? Or ndivele ndihlale apha kude kwehle umsindo?Ndizonyiswa ngalamadoda iyhoo B.I.S
Posted on: Sun, 25 Aug 2013 13:42:47 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015