Insert 40 I paged through her phone, tshini iserious into ka - TopicsExpress



          

Insert 40 I paged through her phone, tshini iserious into ka Zikhona nalo tata wakhe, oh bethuna u Zeus yini ezilungele kangaka omnye umntwana, and he really liked her shame, hay he will be crushed kwacaba yena ulikhoboka locheatelwa ngamantombi. Wabuya uZik ndamnika iphone yakhe then saya eclassini. Uphuma kwayo wathi masiye eWimpy, usando ngenelwa yimali. I never say no to food kemna so sahamba ke, we ordered then salinda ukutya. Me: so zihamba njan izinto phakathi kwakho noZusiphe? Zik: hay zi right wethu chomi Me: niphethene kakuhle? Zik: ja akho way.... Me: ugqibele nini ukuya kuye? Zik: last weekend Me: aibo mos uZ ube pha iweekend yonke and khange athethe ngento yona wena ukhona Zik: oh hay..ndenze imistake, it was last of last weekend Me: mm umgqibele kudala mos umntu wakho, dont you miss him? Zik: ja kodwa kubusy maan eskolweni nawe uyabona Me: no....ndambona ukuba shes getting uncomfortable with our conversation so uzayombona nini? Zik: aibo whats with the 20 questions na? Me: hay ndiyabuza nje and awusathethi ngaye, I didnt have to dig you ukuze uthethe ngaye like right now Zik: ndikhulile alok ngoku, andizusoloko ndithetha ngendoda Me: mm....kwafika ukutya kwethu, satya oko kuthulekile sade sayogqiba. She offered dessert and I didnt say no, bendingasakwaz uzibamba kengoku Me: Zikhona ngubani uMusa?...she choked on her drink and coughed Zik: what? Me: undivile Zik: uh hes just a friend Me: what are you doing befriending 40 year old men? Zik: why not? Me: I saw the messages on your phones, hes more than just a friend lamntu kuwe Zik: you went through my phone?! What the hell Pelokazi! Me: youre cheating on Zusiphe? Why Zik? Hes such a good guy Zik: I know and Im a horrible person Me: why? Zik: I had a crush on him, a few months later the infatuation faded. I date older men Pelo, I like older men and Zusiphe was just an experiment to see if I can date men in my age group or closer it but I cant. The attraction faded and besides he also hasnt been that honest with me either.... Me: what do you mean? Zik: hes in love with some one else, I dont know who but ndamva ethetha noAthi about her and you know what, shes a lucky girl and I hope shes more deserving of him than me Me: so why dont you just break things off? Why string him along Zik: I will, when the time is right...ndathula kemna kodwa I didnt like lento yoba uZikhona ahurtishe uZ kaloku, ndifuna onwabe lamntu cos hes always been so good to me and ulonwabo lwakhe matters to me kakhulu Me: okay....yafika idessert and we ate Zik: are you mad at me? Me: yes! Okay just level with him, then maybe naye he can go and be with this woman that he loves...Im not angry anymore Zik: I really never mean to hurt him Me: you cant toy with peoples feelings like that Zikhona Zik: I know chomi, I admit I was a total ass Me: you were...you are...she laughed Zik: okay I am....I laughed too. We finished eating, she payed then mna ndaphindela endlini, yhu ndihluthi ibhedi indifanele. A few weeks later.... UZeus wafika pha kum ndihleli ndodwa, ndibukele itv, kudumbhe yonke indawo, yho power to Pregnancy va? Z: hey mommy...I smiled Me: hey you, to what pleasure do I owe this visit? Z: aibo I just missed you nje qha Me: I hope undikhumbule ngento emnandi ke...wahleka Z: yho ha.a xolo shame andiphethanga nix...I sulked singahamba siyoyithenga though ndancuma Me: uyathetha kengoku...he laughed Z: yhu uyakuthanda ukutya maan! Me: blame this boy over here...he bent over to my belly and kissed it Z: yewena boy sukwenza umamakho atye kangaka yini....yhooo wayevele angakhabi mntakabawo xa esiva ivoice ka Z Z: iyandifeela ke kodwa le outy Me: mxm lonto leyo niyandidika kemna kulento yenu Z: hay suba nomona tshini...ndahleka and hit him playfully Me: masihambe...ndaphakama ndayonxiba ipumps zam then ndatixa emnyango ogqiba sahamba. Saya eDebonairs and bought two large pizzas then saphindela endlini. Safika sebuyile uZee, ehamba nenye ichomi yakhe enguYanga. Zee: nisuka phi na zithandwa zam Z: uyabona nje nawe ukuba ndiphinde ndabullishwa ba ndiye etown...ndambetha kancinci uyabona? Zee: hay Pelz su abuser omnye tshin Me: yaphosisa tshin, behleli efuna uhamba njena Z: mm hay mandithule, andithi boy thina sizothula...wabeka isandla sakhe kwisisu sam kodwa ndamsusa Me: yhu hay mntakabawo, ndidikiwe mna ukuba yi soccer stadium Zee: lol usakhaba nangoku xa ebanjwa nguZeus Me: ewe and uyathanda undihlokoloza futhi nalo onguZusiphe...wahleka uZ then waphinda wandibamba, ndabetha isandla sakhe Zee: uwo nina nje kodwa Z: sitheni Zee? Zee: niyandichaza shame kwaye nicute...I blushed, mxm eh aike uZimkhitha ngothetha izinto ezibheke ecaleni Me: khavule ipizza le mfondini sitye...wayivula ke satya then sasela idrink. Wahamba uYanga, after a while no Z walandela. Ndaphakama kemna ndaya ekamereni, ndakhupha iincwadi yhu ndandisonqena maan ufunda kodwa ndazinyanzela. After three hours, ndayeka ndayokwenza ukutya then ndabukela utv. Wabuya uZim apho avela khona. Zee: heee so khawutsho ntombi, kwenzeka ntoni phakathi kwakho noZeus?....I laughed Me: aibo utshuba? Zee: even a blind man can see and feel the chemistry between you two Me: you my dear friend are imagining things Zee: just admit it Pelz, uyamthanda Me: hes my friend Zee Zee: so? Me: I see him in no other way Zee: uyakuthanda ke yena Me: aisuka! Angamthanda njani umntu omithiswe yenye indoda Zee: it happens and yile yenzeka phakathi kwenu ngoku Me: no man, ayikho lonto.... Zee: mm kodwa choms ningafanelana, nizi yellow bone noy2 and nibahle laway, just imagine abantwana benu...I laughed out loud Me: mxm uyaphupha kengoku wena Zee: just saying.....watsho waphuma endishiya apho. How do I really feel ngoZusiphe ke nyan? Waphela u October, yangu November, sesiqalile ukubhala. Bendisinqena kanjan ukufunda kuba ndisoloko ndidiniwe kodwa I tried my best and pushed myself to the absolute limit. On the day ndigqiba ngayo ubhala, bahamba ke abantu bayohlamba iphepha mna ndashiyeka ndodwa. I was already in bed xa efowna uZ esithi uyeza. Ndahlala ke ndamlinda, waphinda wafowna esithi uphandle, ndayovula emnyango and he just kissed me, I was shocked at first but I kissed him back then broke it...ndamjonga Me: what was that?....I was breathless Z: I cant get you out of my head Pelokazi and God knows Ive tried kodwa andisakwazi ngoku. Ndiyakuthanda sisi and kudala ndakuthanda qha I tried to fight those feelings kuba ndisazi ba intliziyo yakho ikomnye umntu kodwa ngoku I cant anymore, ndicela undinike ichance Masongo yoba ndikonwabise, ndikunike uthando lwam. Im crazy about you Pelo.... Me: kodwa Zusiphe ndimithi umntwana womnye umntu njena Z: so? Thats doesnt matter to me, I love that baby like hes mine already and because ndithanda umama wakhe. Ndiyakucela Pelo....he looked at me with begging eyes, how could I say no to that? Nam ndazibona ukuba ndiyamthanda maan uZusiphe but since bendixakekile, I couldnt even see that Me: okay...ndancuma Z: okay?.... Me: yes Z: uzoba ngowam? Me: yes Im all yours...he kissed me again then wandiphakamisa Z: ndiyakuthanda Pelokazi Me: uthandwa ndim nawe....then he kissed me again :) uhm......okay :D
Posted on: Sun, 07 Sep 2014 11:11:56 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015