eish bad news :/ mna igama lam nguKwanele Junior...ndingumfo - TopicsExpress



          

eish bad news :/ mna igama lam nguKwanele Junior...ndingumfo ozithandela ukonwaba kangangokba apho ndikhe ndawubeka khona lomcondo wam ndakha ubuhlobo. Ndikwalityendye elixakekileyo zizango zobomi ezithi zxakekise umfo noko osele eqine okwekwepile njengam...nalapha kule page ndakhe abahlobo,kwaye uninzi lwenu belundiphethe kakuhle ndiyayibulela lonto ngokungazenzisiyo. Ndinentombi ke endincuma nayo,ithe ayiythandi lento endiyenzayo(ukubhala apha) ndihleli nje ndinyikinyana neSelula ndibhala ii essay,ngooX bam,nezinye ke izgaqa ezimhlala entanyeni(ngokutsho kwakhe)... Mna ndiphendule ndathi,xazimkhama ezizgaqa kutheni nje engazthobi ngomongimali,ndatsho ndikhomba iOROS...yaba ylongxabano ke... So ke people aykuba nditsalwa ngempumlo,kukuxolisa umntu endimanyene naye... Ngalawo ndicela ukurhoxa kule Page,ndiyathemba uX no Logic kunye noFunky bazoniphatha grand ndiyabulela. Juniya,Juzmakhathari,Guava-Juice :( signing off
Posted on: Wed, 30 Jul 2014 17:09:02 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015