Admin ndicela iprotection. Ndiziva ndinganawthula. Kweliphepha - TopicsExpress



          

Admin ndicela iprotection. Ndiziva ndinganawthula. Kweliphepha lenu Masakhane Lutsha Kubi andiboni ngathi siyakhana tu. Andithandi xa kugezelwa umlandeli oze nengxaki yakhe abe ephendulwa ngothukwa okanye ngoshawutwa apha ibelebana siyancedana qha. Kuphinde kubekho nooADMIN abakhupha ipicture zabantu babathuke kwalapha. Ndacela mna ukuba ukuba ndicetyiswe apha, lonto ayahoywa yabe iurgent kum. Kodwa kwamane kuthukwa abantu apha caba eyona nto ibalulekileyo ngababantu bagezileyo kunale ngxaki yam. Ndicela sizphatheni kakuhle xa sisonke ABALANDELI ne ADMINS. Ndiyayithanda yona iMasakhane please ningandi blocki onkanye ndindiqumbele. Ndifuna nje silungiseni le into imbi yenzekayo. Enkosi Niyazivela ke bantakwethu utsho usisi. #Azishe
Posted on: Wed, 27 Nov 2013 14:39:50 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015