If awukho happy kwi relation ship phuma unge kade u limale or u - TopicsExpress



          

If awukho happy kwi relation ship phuma unge kade u limale or u limaze lo mntu u hlekisana naye, i dont understand into ya banye abantu abazi philisa ka buhlungu ka buhlungu ngenxa ya banye abantu ngo ngathi ba botshelelwe kolo thando or i mpilo zabo zi xhomekeke kwabo bantu ba sube be thandana nabo. Jah i understand abanye ba hlaliswa kuba beseno thando kuba nzima uko hlukana no mntu usa mthanda but ke aku sizi nako uku phila u bomi be ntshontsho abe lo u mphilela obo bomi e happy yena ku ngcungcutheka wena wedwa e mphefumlweni. Nditsho naba tshatikazi aba tshate nge mali ezi nzima baya divorcer xase kunga phezu kwa mandla wabo ngoba ke i cala linye ngeke u hlale i mpilo yakho yonke apho ku ngekho ko nwaba khona, wena ke ungu bani uzozi philisa i mpilo yobu bhantinti ninga tshatanga no tshata??? U mcengani le i ngaka lo mntu uku hlikiniza i ntliziyo yakho ude u nyamezele nawe??? If kudala ni zama u lungisa into zenu azi lungi phuma kanje kuyazi cacela lo ayi kabi nguye o wakho and kuzoba buhlungu kodwa kuzo dlula aku zube ku qala or ku gqibelisa ngawe ukuba kulo meko. U thando lu fana no msuzo wali nyanzela uzo k*k*......... #Mcaphuki
Posted on: Thu, 02 Oct 2014 05:06:34 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015