Insert 25 Ebelila manyani hok ndasondela kuye I gave him a warm - TopicsExpress



          

Insert 25 Ebelila manyani hok ndasondela kuye I gave him a warm hug sabambana besime nge nyawo hok he was sniffing enesi ngqala enkosi he said after a while Mna:plesure.. Nam should I tell him the whole story of my life alok ndamxelela nje and usazi mna no zaza omama bethu bezi sisters sama into eyayo pha kwi 30 minuts ebesiya esihla hok noko nam besendiyekile ukhala ndathatha I tshefu yam ndazosula xa ndifuna myeka um hug wandiqinisa ndamyeka de a fill right wade wa right hay shame ebenemi finya eyintonje ndamosula kakuhle amehlo ebe bomvu krwe ejike kwasa yena impumlo I shine hay bethuna ndamosula ebendijonge aphe busweni bendimsizela marn kwase kwahla inyembezi kum ndaphinda ndosula ngokhawuleza Bara: Nha ku healthy ukhala,khala fethu de wonela.. I shook ma head he kiss my nose Bara:thanks for listen 2 ma story. Ndancuma nje.. So tell me more about u what put u here ungenayo ne family Mna:masihl.. His phone vibrated wayikhupha Bara:mama....ndikulo sindiswa..ndizobuya...hybo ndingalala njani apha...heee hay umama...bye Bara:sorry ubusathini? Mna:masihlale phantsi Sahla ezitulweni sa fac(ana) this time Mna: Ok #sigh.. Mna ndakhula ndihlala no Makhulu wam mama wafa ngoku ndandina 3 months tata yena andimazi. Mama no tata badimana e varsity then mama wa mitha.. Makhulu sweleke when I was doing grade 4 wam wasweleka ndingamazi uba ubulewe yintoni phofu wayephethwe yinxuzulu everynight wayexhuzula but zange andixelele ndayazi ngoku ndenza u grade 4 wam lonto.. Nda mover ke hok ndiyohlala kulo zaza u Mama wapha uzalwa no Tamkhulu.. Mama ka Zaza treated me like a slave every morning ngo 4 ndiyavuka ndilungiselele u Zaza nomtana wakokwabo ukuya eskolweni Zaza andincedise if uboniwe endincedisa u mamakhe amnkule kano bom..everynight ndilala ngenyembezi ndenze I washing yomntu wonke ndipheke once ndenza nje nto ncinci ndilale ndingatyanga xa kuphekwe inyama ibengu Zaza ondihlulelayo xa ndibethwa andi ngqandele.. Sakhula ke sade sababa dala kusenjalo besisenza u grade 7 ke hok kutwe u zaza xa e fail ndim ndimfundisa amakhwenkwe kuba aka pass oko ndafika apha kodwa ayindim yindalo yakhe uba angabikho clever so bendimncedisa kwi homeworks zakhe into entsha zange ndayibona ngeso lenyama bendiphelelwa ekuphiweni qha ngu Zaza impahla zesikolo ndizithengelwe ngo Miss eskolweni if ndine zihlangu ezitsha zithathwe zinikwe u zaza mna ndinikwe ezi zidala uzaza angavumi tuu lahamba I xesha senza u grade 9 utaka zaza wa raper uzaza embamba bamba xa exelela u mamakhe kutwe uyaxoka nguye lo u seduce la tata.. Besendilila hok naye u Bara elila ow shame bara wabantu Mna: after zaza wa raper sa diceder baleka. Semka ngobunye ubusuku sadibana no tata owayemazi u taka Zaza wasijikisa zange sibethwe marn ndithi sasi bonte bonte nje sibethwa nge nduku. Zange saphela mandla savuka ngengakusa saphinda saqhwesha sabaqwa kaphide. Sade safumana I chance semka ke saboleka I Mali evenkileni sayibetha yancinci eya Ecofimvaba salala apho ngobobusuku kwabe kukhangeliswa Ngo Zaza.. Ngengakusa savuka sathi sisa jongile kulandawo sasilele kuyo kwathi gqi imoto ka taka Zaza wehla ke ehamba ne Nkazana babe be cosy ke nalo sisi sibukele yabe lentombi izithwele kwathi gqi u Maka zaza sele ethukisa wabetha lantombi pofu zange abethwe u Maka zaza yilankazane wamenza nje inja.. Ngala day sakwela ke sathi kula moto sasikhwele kuyo sadibana no driver wayo wayengu Bhuti Mongezi wasithengala zimpahla nemiphako mhlambi sasibhalwe amasizi emehlweni becouse andimazi wazi njani uba sihluphekile sakwela ke usuka e Komani uza apha.. Besendingcangcazela ngathi andigqibi hok bendiziva bhetele pofu okoko xa ndigqibo xelela umntu ndiye ndizive lula andazi marn uye wandiphathela amanzi ndosula kakuhle ndayeka ke mna ukhala kakhulu xa ndibalisa intlungu yam so yabangu qhwi kum lowo kodwa yena u Bara ebesakhala sakhe sa hugana we dicede ba siyobetha kwela cala line santi sithathe nje I walk since ibisezi past 7,2 eight so sahamba ke si thetha,sihleka kunge mandi ndabe ndilibele nalonto I phone besizi shiye endlini Bara:yho inoba uthi u mamaheee hay ke ngoku lo Sindiswa umthelwe unyanam yhuu watsho ngezwi lentombi asahleka marn saphinda sajika sileqana kunge mandi :) ncooo marn bekuthe huuuu nje.. Sayibetha yancinci ejikayo ebehambe ebuliswa wesi ngamantombi ebesaziwa shame saye dlini ebenxibe ezi push zama jita nam ndabe ndinxibe I sandle sahlamba inyawo sagqiba ndamkhapha besekuthe ncwee ngoku.. Yhuu ibingase angagoduki Mna:bye ndiyajika ngoku Bara:bekumandi banawe Mna:oh.. Ndancuma sakhe sajongana Mna:uhm good night.. Bara:sho.. Wavula zandla zakhe we huged then ncamisa sidlele sam ndajika naye wajika ndafika endlini ndangena mxm hayke ngoku ndindedwa.. Ndakhulula ndanxiba skipa se pijama yam aphe zantsi ndanxiba u tiete. Ndangena ezingubeni ndadlala nge phone ndidlala I game kwathi sekusiza ubuthongo ndeva I nock yabe ne phone seyikhala ibingu bandile lo ebe phone Mna:hay Bara:kutheni wasebeza yizovula fondini.. Gqiba wahleka bendimva ke hok wa dropper I phone ndayo vula I wonder uzothini Mna:ugoduka nini? Bara:kuthwa mandilale apho ndisuka khona okanye ubufuna ndilale estratweni.. Ye hake bandile akase fresh nje phofu unje mthetho wakhe Mna:oh.. Yakhala I fown yakhe Bara:yer u Mama undenzisa u pick and choose kodwa.. Mna:utheni.. Bara:uya phone Mna:phendula Bara:andifuni.. Heee akasathandi ucengwa yakhala I fown de wayiphendula waybeka ku loud Ndiyakucela bandile mtanam buyo owh ndiyobayintoni uku looser nawe hay bhuti bendingakugxothi nyani yini mesiya ebengasaphelanga yitsini u Bandile bendimsizela ke mnake shame umama khe yini bawo Yaqala yangu Zandisiwe ngoku nguwe wavela watshintsha u Bandile speed wayeka nohleka Bara:ndi safe mama sude uvuse I past Makbara:buya kaloku bhuti Bara:ndizobuya kusasa.. I wonder u zolalaphi Makbara:ok.. Wa droper I phone waphinda wa send message ethi angalala apho akhoyo uba u safe Mna:uzolala apha Bara:ewe isindithi nguwe ondigxothisileyo? Mna:ohh Bara:yhaa so iphi indawo yolala Mna:sine bhedi enye ke apha no matrass so inoba uzolala kuye Bar:indwendwe liyakhathalelwa ntombazana Mna:heee ulindendwe wena Bara:ewe tshini Mna:elika bani Bara:elika sindilele Mna:heeee oh lala pha ebhedini ke mna ndilale e matrassini Bara:ok Sancedisana sakhupha I trass ndabeka I sheet sohlulelana nge ngubo Bara:ndizogodola ke mna ndiqhele ulala nge 3 ngoku xandizolala nge 2 Mna:ucebisa uthini ke ngoku Bara:Uba u Sindiswa angombathi Mna:heee hay waliwa yimbeko yaz Bara:ndadlala Mna:I wesi ke mna ndizolala nge 1 Bara:thatha 2 kaloku mna ndilale nge 1 Mna:hay ndi ryt wethu Bara:ok wakhulula nje skipa ezantsi ebenxibe u shoti phantsi kwe blukwe wangena ezingubeni nam ndangena kwe zam.. Ndadlala nge phone ka zaza yakhala ibiyi message esuka ku bandile inemikhwa le ndonda bonanje ibisithi awuthule nje ngathi uyandoyika ndahleke Bara:share the joke.. Gqiba wa serious kulento yoncuma Mna:yhee hay kandiyeke Bara:oh.. Mna:so how do u feel after la convosation ya earlier Bara:ndi feel(er) khaphukhaphu ndingcono wethu yazi ungumntu wosebini ongengowasekhaya ndiyibalisa lento Mna:kanti awuna friends nha Bara:ichomy zam zincwasi zam Mna:ohh so ngomphi mnye mtu wamxelelayo Bara:yincwadi yam endibhala ngo bom bam Mna:ohh.. Hee this guy we continue chatting ndade ndozela naye wathi uyalala ndothuka kusasa phofu ibi alarm ndakhawulezisa ndayicima engasa rhoni u Bandile yhe ngathi ndilele nengonyama endlini ndavuka ndasonga I trass nengubo ndaqoqosha kakuhle yonke nto ndaye kitchin ndahlamba zitya ezimbalwa ndakrorobha ndathi xa ndiyochitha amanzi ndobana u Sisa mxm ndavela ndonyanya ndicela undixolele sindy ibinguye Mna:ndikuxolele.. Nyani bendimxolele uxolelo is a most important thing ndabuya ndabeka I mop phandle ndangena endlini ndakroba ekamereni xa ndithi akase gquthezi u Bandile Mna:yintoni ngo wena ngathi ubone u sathana Bara:mxm ndothuswe lento ungekho Mna:ohh Bara:siyobona u Zaza 2day Mna:yep Bara:mandigoduke ndiyohlamba sizo hamba Mna:sho.. wagqiba ukondlula ebedlule kakuhle shame wanxiba wemka inoba bebesithi o meza nditakisile hlobe eli bathanda ngalo indaba.. Ndabeka amanzi ndahlamba nda fwnela ubara wathi sodibana ngakwenye ishop ndaya nyani sa khwela iphela sayibetha eya esbhedlele Safika saya e reception saya kwi ward ka zaza safika exilongwa wathi u gqirha uvuke kwayizolo pha past 5 qha ebesonqena umkhupha abe engekho mntu wakowabo so ebephuma today I wonder usakhumbula nha uba kwenzekeni Mna:nomZet Zaza:mtaka mama Mna:u ryt Zaza:ndi ryt ngaphandleni ngomphanga lho Mna:yho suyithetha.. Saqokelele nto zakhe wanxiba wa ryt wa signa ubandile semka ndamxelela ngalanto ka Sisa wayengasathukiseli marn hee Zahamba iveki.. Beku monday ke hok next weekend umama ebezobekwa kwi khaya lakhe loku gqibela.. Umama naye ngo wase cofimvaba pha Emtshanyane siku futshane napha ke nathi qha the question was sizo lalaphi kuba asifuni lala kulo sisa mhlambi singa bulawa pha zingcolile into zapha kaloku nase mlindweni ndathi ndophakama kwa hlokoma mtakabawo.. Kodwa khona esingcwabeni ndiyaya imali ndinayo nje.. U Bandile ebe funa uhamba qha u mama wakhe waxaba kwaphela no tata wakhe waphela ejika kengoku esithi angahambi zahamba intsuku u Zaza wathenga I lokwe ibintle shame nam ke ngoku njalo zazi fana eyam I Green eyakhe I blue bezisithi nca ziphela ezantsi kwamadolo.. Izi hlangu khasizi thenge I lokwe sazi thenga kwa arkermans ibingu friday le mini kuhanjwa ngayo u sisi ka sisa ebesazi uba siyahamba and ebengena ngxaki ngalonto wathi yinto entle leyo ow bethuna ulungile lo sisi yazi u makazi eyakhe into andiyazi uba ibisithini andifuni noyazi ke futhu saqoqosha no zaza yonke into esizobe siyi dinga wayekhona no Bandile sasinxibe I blukwe ke ngala day so kwakungekho nto ingako sagqiba sayokhwela zange kubekho nomnye o complain(ayo) babethuke bonke sisa wade wathi ku zaza thanks babe for supporting me ba hugana ke kwayilonto.. Sabhabhayisa no Bandile wathi uzondikhumbula phofu nam ndizomkhumbula zange ladlula I suku ndingamboni kaloku.. Sakhwela nase motweni enye no Sisa kwakumandi shame sayicutha yancinci eya e Maxhoseni yhuu ndagqibela nini uya e cofimvaba bethuna.. Ngase la no ntorotyi unhu maka zaza ndingamboni yazi
Posted on: Sat, 29 Nov 2014 18:34:46 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015