Molo mhlekazi Ndifihle ndingubhuti oneminyaka eyi 28, - TopicsExpress



          

Molo mhlekazi Ndifihle ndingubhuti oneminyaka eyi 28, ndyasebenza, kwiminyaka edlulileyo ndaye ndamithisa usisi endandijola naye iminyaka, ndamgezela kakhulu, ekhulelwe ndimthukile ndmfanisa nento yonke, wakhalala wahamba ke ndithe phithi ngomnye usisi. dont want to lie ubulrwada andazi bavela phi endicinga ukuba naye wothuka ndimxelela ngezonto zobanda and so on and so forth things am not proud of. Bahlekazi iye yanditya emva konyaka ndazidina ndaya kuladolophu wayekuyo ndiyocela uxolo that woman loved me when I had nothing ndingenanto ndimenzela ezibukwayo enyamezele she was loyal kum mdimthanda but ndathetha kakubi naye, waye wangavumi ukudibana Nam ndandisendibawela ukubona umntwana, weza phandle, ndamcela angene emotweni, wangena ebonakala anger, ndazithoba ndacela ukubona umntwana wasothula iskhalo kwiminyaka edlulileyo zange ndazibona eziya iinyembezi wandigcwalisela umntwana waphulukana naye kwi 4 months, wake wafowuna ngobunye ubusuku yacholwa ngusisi lo ndandijola naye kwacaba babhidene she sent an SMS ecela imali yokuya kwa Dr akaziva rite wave esithi ebeyile sibhedlele wabuya so ucinga ukuya Ku Dr kwathi kuba kwakusemnand ndacela ohlukane Nam kanti ngeloxesha wayegula kuba ke waengasebenzi ese tertiary andamnaka, wagula waphuma susu waxhuzula uthi yayiyi pressureyayimbi,wandibonisa ne photos ze scan kept in her purse, she was screaming wandishiya kulo Moto wahamba. Ndizamile ke iminyaka ndicela uxolo sendingajonganga ne relationship kuba ndimazi uyandizonda watsho wathi undizonda ubom bakhe bonke ene into endingayikhankanyanga the lady I was with wayedla ngokuthumela messages kuye telling her iznto eziphuma ecaleni but mdayibhaqa lonto yaphela. uye wandixolela ke emva kweminyaka wathi its for her own good its fine,sazama ke ubazitshomi last year ingxaki nantsi siyavana ke ngalondlela kuba mdiyambona akaxolanga ncam but ungumntu ohlala etheyha ngoxolo by I doubt if u 100% ngondixolela. nails ndiye ndiyombona ndifumanise ukuba emotional kakhulu this other time we went to church together ndiye kuye ndagika ezakiya ecaweni, kwanomntwana omthandayo apha ecaweni emana emdlalisa xa siphuma uyakhala endlini akathethi ndimbhaqe elila bathroom ndangayazi nam ndithini wasuka wathi umntwana ngesenza iminyaka enga, wakhala, ndathuthuzela she is not the same person anymore she use to be a very strong woman but now inyembezi azinqabi this other time ndithathe phone yakhe ephumile she has pics for babies got pics of her stomach emva kweminyaka engaka, besingasikhulwanga but si hairy with a dark line esiphakathini sibonakala nje kunento. Sometimes sithi sisancokola asuke acapuke andilande akhale ngalanto I think waba traumatized. There is an album where afake eziphoto ze scan, ubhalile uthi I am sorry mom was not strong enough to keep you for 9 months. My heart was broken amndla ndingenawo I wanted you, I loved you, the Drs warned me if I dont change my attitude and stop being emotional I will lose you, it wasnt easy baby, your father wandibulala intlizyo kodwa bendizimisele ukulukhulisa on my own besingamdingi why ungahlalanga kumama ngaphakathi de kufike ixesha lakho? Why why why? But akunani you will always be the love of my life. I am hurt andazi bantakwethu I am more worried about her we friends but now I feel like if ndingahambela kude kuye angangcono maybe I remind her of the past. Maybe friendship yethu is not good, should I cut ties with her for her own good?
Posted on: Mon, 29 Dec 2014 19:54:12 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015