Ubomi Bam Emzini SEASON 3# Episode 16 Insert >> 216 - TopicsExpress



          

Ubomi Bam Emzini SEASON 3# Episode 16 Insert >> 216 OoLubabalo bafika late sekutyiwe nokutyiwa belityaziswe kukuba esuke wamoshakalelwa yimoto zabe ifones zabo zingenabattery for ukisazisa, (babelibele icharger yemoto)…Bamkeleka ke ngoba eyona nto yayibalulekile kukuba bede bafika. Ummtu ongazange aphumelele nguKhuthala wabe ekhala ngemali esithi she thought ndizomfakela imali since ebezokwehlela ukusupporta mna . Bafika ngexesha kulungiselelwa ukuba kwenziwe lomhlangano. (I dont want to lie shame, i was so nervous and worried ngale yalomhlangano, ixhala lam ikukuba uVictor abuye uMiya esandityibeka ngezithuko, As much as he was supportive to me kodwa ezinye izinto ezifana nokuva nokubukela ndithukwa nguMiya zizinto ekwakunyanzelekile ndizame ngako konke ngalamzuzu ukuba angaziboni futhi angaziva,) . I fone him ndamcela abuye after 3 hours ngiba ifamily yakwaRhade izoba nomhlangano and bafuna ndibe yinxalenye yayi, and that i will let him know xa sekugqityiwe . He understood. We all gathered endlini enkuli elounge kwalapha ezantsi ngoba kuronta kwakusekhona abantu ababekhona besaziselela bezigwabela besazonwabele, This time kwakukhona nabanye ootatomcinci befamily nomalume umfoboMiya kunye noomamoncinci..Waqala umhlanga, Tatomncinci : Mamdiphinde ndinibhotise ke sizukulwana sakwaRhadebe ndinibulele ……………… ……… ………To Be Continued Shortly …………………
Posted on: Sat, 30 Aug 2014 05:58:49 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015