Ubungena msebenzi okanye ubungenamali wathandaza now wafumana - TopicsExpress



          

Ubungena msebenzi okanye ubungenamali wathandaza now wafumana umsebenzi mhlawumbi u gt 200 o 2000 GOD gave u that small amount 2 test u now uthi wena yhuuuuuuuu ndinengxaki ubale amatyala ngoku bungenayo kwale unayo ngoku bewebhatalwa ngubani lomatyala nawe wena okhuphe umnikelo kanye suzibala kwabantu aba faithfull kuba u unfaithfull GOD has promised 2 open heavens 4 wena 4 giving back 2 GOD faneke ujongwe ba u are realy faithfull na?then GODs glory will be upon u nikela suthi incinci andizonikela uTHIXO ufuna unikele ngale incinci ukuze azokunika enkulu becuz u a willing 2 give iblessing ayizi ngoqhwaba izandla o ukushumayela be blessed
Posted on: Wed, 19 Nov 2014 09:53:41 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015