Eh mxm! zangendane worry angaka.. Kufika i report apha nge past - TopicsExpress



          

Eh mxm! zangendane worry angaka.. Kufika i report apha nge past 8pm dat u tar buli kafunanga ubhatala xefikesbaneni.. Badlula naye besiya gatyane.. Nankoko ondim uvuthulula yokhangela ubra wakhe... Yomncama kandibona i notic boad R408 Dutywa > Bende.. Thendiyeka baleka bi ngcangcazela lomilenze kungahambeki. Nakokujika roadwork again. Kandifika apha endlini ngo 23h17 ntokuqala ukuya endlinakhe.. Ndalibala noba bendithandazela fikekhona vele ayeka amadolo ndakumthola etiphile... Ndasose nda tipha rit nxt 2him. Godoliswa mpahla zimanzi ngumjuluko. ujikelezelwa ntloko yena kabethelwa nangu 1 ndi sure!! Mxm
Posted on: Tue, 19 Nov 2013 21:55:56 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015